Abathembu

NjengamaMpondo abaThembu lolunye uhlanga eTranskei olunobukhosi balo.

Njengoko sele sithethe kwavokotheka ngokubaluleka kwesiduko kwimidaka yakowethu, naseBathenjini ke kunjalo. Isiduko sabaThembu sithi 'Madiba'. Lukhulu ke usapho lwakwamaDiba. abantu abaninzi kwihlabathi lonke jikelele, bacinga okokuba xa kusithiwa 'Madiba' kubizwa igama likaRholihlahla. Hayi khona! ubizwa ngesiduko xa ebizwa ngokuba nguMadiba. Baninzi ke ooMadiba, nto nje baneefani ezahlukeneyo. Nantsi imizekelo; abanefani ethi 'Mathanzima', Dalindyebo, Mthikrakra, Joyi, Nelson Mandela, Walter Sisulu nezinye iifani, isiduko sabo bonke sithi 'Madiba'. AbaThembu bohluke kubini: Abathembu baseRhode, nabaThembu base... Makhe sinike imbali yabantu bakwamaDiba ngokwahlukana ngokweefani zabo.

Kamana

Simenu

Mathanzima

Kaizer Daliwonga

Ngangomhlaba

Dalindyebo

Sabatha

Buyelekhaya

Joyi

Mandela

Nelson Rholihlahla Mandela

Mandla

Tags:

Abathembu KamanaAbathembu MathanzimaAbathembu Kaizer DaliwongaAbathembu DalindyeboAbathembu JoyiAbathembu MandelaAbathembuAmaMpondoMathanzimaNelson MandelaWalter Sisulu

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UJacob ZumaMakhanda (Nxele)ImotoUmthath'uzal'umlothaCanzibeUsaphoUbuzwePalermo''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''BritishDesmond TutuAjentinaUDingiwe wadudelwa nguJambaseIntliziyoI-EshiyaI-carbonIsikhuni sibuya nomkhwezeliLifeINyujeziWolfgang Amadeus MozartIJapaniIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliUlwimi lwasiFrentshiKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaIsiziba siviwa ngodoloInkukhu isikwe umlomoIklabhu yeBhola yeTorinoI-plastikiIsiNgesiItyala lamaweleIwikipediaUkubhed'idlabaIzizwe ezimanyeneyoIsiko lolwalukoIPhondo yaseMntla-NtshonaIndod'imba kweny'emqoloApple IIIzithethe zasebukhosini zezimvu zasePugliaZemk'iinkomo magwalandiniIzinto azimntakaNgqikaIthoyilethi yomngxumaSteve BikoIntethoAmazwi alula omculo wefowuniImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaNguMgungundlovuIndlal' InamanyalaISpainIxhama litolwe ngabaThwaIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)Juventus Football ClubUbuhloboMain PageUkwendaINabraskhaUkhwekhwe lwexhwiliRoodepoortIindlela yokuphilaV. UKUZALWA KUKALEPOQOIsoviet UnionImalariyaKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaUmhlahlo ngamehloIsibizoUKwindlaIsigweboI-NeurologyImbilaUbunjineli🡆 More