Umtha Welanga

Le yincwadi yezibongo ebhalwe ngu-St.

J. Page. Yako Incwadi le yahlulwe kubini: kukho izibongo ezingendalo; kukwakho nezingeziganeko. Zombini ke zichazwa ngobunjalo bazo ngaphandle kokuxutywa nezinye izinto.Kwizibongo ezingendalo, lo kaYako uphuhlisa ubunto bento leyo kuthethwa ngayo ngokwendalo yayo, ingekachatshazelwa yimpucuko okanye nokokuba yiyiphi na into enokungxenga ubunjalo bayo. umfundi ke angafunda lukhulu kwezi zibongo, ukuze azi okokuba le nto inje namhlanje, kodwa yayisaya kuba nje ngexesha lookhokho bethu.

Ezingendalo

  • Inkanga - Umbongo kaYako
  • Umnga - Umbongo kaYako
  • Utyani neNtwasahlobo - Umbongo kaYako
  • Umbona ekwindla - Umbongo kaYako
  • Idwarha - Umbongo kaYako
  • Umzi wokwaluka izithebe - Umbongo kaYako
  • Umzi wasemathileni - Umbongo kaYako
  • Intaba - Umbongo kaYako
  • Ukufinyezwa nokubiywa komhlaba - Umbongo kaYako
  • Umfazi - Umbongo kaYako
  • Inkwenkwe yelali - Umbongo kaYako
  • Umkhwetha - Umbongo kaYako
  • Ikhankatha - Umbongo kaYako
  • Intombi - Umbongo kaYako
  • Usana - Umbongo kaYako

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-Freedom Front PlusIndlalaJacob MatlalaIindlela yokuphilaPordenoneU-K D MathanzimaYinyama yamakhwenkweUnyawo alunampumloEZambiaAmathumbu esikhweneneMasizingce ngelwimi zethuIsigweboNonkalaEMontiUmthandazoAbantuKuhla ngamqala mnyeIsibizoI-crateInjaIsifo se-Coronavirus 2019AmanziKugawulwa owaziwayoIsiColombiaUYesu KristuImelaIzembeJohn Langalibalele DubeBaré Esporte ClubeIsityeba mva sinqol'intabaAvellinoIYurophuIsikhuni sibuya nomkhwezeliVladimir PutinIndlal' InamanyalaAndriaKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaCaribou CoffeeINamibiaOstreliyaIzintsoElokufa alityeliUkwendaUmculo16Indaba yotyelo ayikholiUmqombothiIsakhono sokufundaAlberton, GautengEdenvale, GautengI-IndiyanaUmamaInkobeEbhayiUmlomoIGAMA LOBUSUTHUIgrammaMexicoISO 639Ii-hopsIziDuko zomzi wakwaXhosaI-Italian Football FederationTranskeiUmtshato wesintu/umendoIsenziIsiko lolwalukoIindlela zeNkcubeko zeBhunga laseYurophuU-C (woku-programa ulwimi)Makhanda (Nxele)🡆 More