Iteknoloji

Iteknoloji (lisuka kwisiGrike τέχνη, techne, ubugcisa, ubuchule, umsebenzi wezandla; kunye -λογία, -nengqiqo) yingqokolela zamaqhinga, neendlela okanye iinkqubo ezisetyenziswa kwimveliso yeempahla neenkonzo okanye ekufezekiseni iinjongo eziphambili, ezifana nophando lobunzululwazi.

ITeknoloji isenokuba lulwazi lwalamaqhinga, lweenkqubo, njalo njalo okanye ingabuthuma phaya kwiimatshini, kwiikhompyutha, kwizixhobo nakumaziko oshishino, olunokwenziwa ngabantu ngaphandle kweenkcukacha zolwazi lokwenza izinto ezi lolu hlobo.

Iteknoloji
Kwinkulungwane yama-20 eminyaka, uluntu lubenenkqubela engummangaliso ukuze luze neteknoloji yomhlaba eyaneleyo ehambisana nokulolonga lolonga eli hlabathi siphila kulo.

Tags:

wikt:-logia

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Izinto azimntakaNgqikaUkubhed'idlabaIngwe idla ngamabalaImineral ekukutyaISBNIKhanzasiSixhenxeIsantyaIsifo se-Coronavirus 2019Iyunivesithi yaseMzantsi AfrikaAmathumbu esikhweneneBRICSIncokoUkucinezeleka kwamaninaIPhondo yaseMntla-KoloniAmanda BlackI-Aibling EmbiAbantuUmamaUMichalongeloI-AfrikaIfilosofiBawo osezulwiniI-input''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''Usompempe (ibhola ekhatywayo)IimpawuIKhalifoniyaV. UKUZALWA KUKALEPOQOUbugcisaILuwiziyanaImikhwa yakwaNtuIGAMA LOBUSUTHUEmbalenhleIndlovu ayisindwa ngumboko wayoIbandla LamaBapistIPolandIntyatyamboInyokaBrasilUyakubamb'isisila sehobeAnne BoleynIHawayiUmzaliIzizwe ezimanyeneyoUnited StatesIZenzoIsibhukubhuku somzimbaMauritaniaUkuzenza akunje ngakwenziwaIlihloEmpoli Football ClubISO 639-3WalesUmkhomb'ubhembesileEMontiChampionship ka-santa Catarina, brazil Infant NameIntlanziAmathumbuBangkokIndlal' InamanyalaI-geneBaskin-RobbinsCharlotte MaxekeUkojiswaUkungondlekiIsikhululo seenqwelomoya saseRio de Janeiro/Galeão International🡆 More