Itafile

Itafile lolunye uhlobo lwefenitshala olumphezulu wayo usisibaca noxhaswa ngemilenze emibini  nangaphezulu.

Sibeka izinto phezu kwetafile, sidla ngokuzibeka ezi zinto okwexeshana phezu kwale tafile,  umzekelo, ukutya kunye neemela nee-folokhwe, njalo njalo. ngexesha lesidlo, iikomotyi ekuzakuselwa ngazo, iincwadi,  imephu, ukubhala iphepha xa kubhalwa, kunye kunye nezinto zokudlala.  

Itafile
Itafile kunye nezihlalo, ngaphakathi
Itafile
Itafile kunye neebhentshini zangaphandle

Sikwabeka izinto phezu kwetafile ixesha elide, umzekelo, i-TV, ikhompyutha okanye izihlobisi (izinto ezintle). Sidla ngokubeka ilaphu phezu kwetafile, isibanca ngaphezulu.  Zikho iindlela ezisesikweni ekubekwa ngayo ilaphu, iimela neefolokhwe kunye nokutya phezu kwetafile yezidlo. 

Singazenza ezinye iitafile zibenkulu, umzekelo, ngokuthi sitsale umphezulu wayo uphokele ngaphandle. Ukanti singazisonga ezinye iitafile ukuze zikwazi ukulayishwa zihanjiswe ngcono,  umzekelo xa kusiyiwa  enkampini. Kukwakho neetafile ezincinci koololiwe kunye neenqwelo-moya esinokuzisonga okanye sizivule. Ezinye iitafile ezi-round ziza no-Lazy Susan. Le yintwana yokhuni oluwjikeleza ndawonye  kwisizikithi setafile. Itafile esetyenziswa xa kuphunyiwe ibizwa ngokuba yitafile ye-picnic.

Ngokwesithethe, iitafile e-Japan, e-chabudai, ziphantsi, ngamanye amaxesha iba ziitafile ezi-round, zenzelwe iti nokutya.

Igama lombutho wehlabathi i-Mensa isuka kwigama letafile elingesi-Latin.

Imithombo

Tags:

IncwadiIphephaUkutyaUmlenze

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Mariya, umama kaYesuI-EncryptionU-FW de KlerkECremonaEMantla eMakedoni2S22 BohdanaClube Atlético MetropolitanoImbelekoIsiBhuluIsibhukubhuku somzimbaI-AfrikaImfazweIkhompyuthaIhlathiIziphawuliMicrosoft WindowsI-IlinoyiUSABC 1EMaputoUntunjanaInzalaDeda mhlangala endaweni yenyhwangiInyokaImveliso yasekhaya encangathiVallettaRepublic of KoreaUNtsikanaUbuchophoV. UKUZALWA KUKALEPOQOIindlela yokuphilaNgumtya nethungaIsiJamaniNelson MandelaISO 639-3Izinto azimntakaNgqikaZinder RegionEyomdumbaI-subatomic particleIsibizoIJografiAmasiko nezithethe zakwaNtuULebu MathosaUsompempe (ibhola ekhatywayo)ZimbiniUbhodl'usambosaUntsikaneUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaIntlalo kwaXhosaIsiziba siviwa ngodondoloCrotoneIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)EdirneUkuba nguQelezanaE-PitoliUThandiswa MazwayiQongqothwanePulaIJupiter (i-astronomy)InjaUkubamb'isisila sehobeOliver TamboEGeneva🡆 More