Amasiko Nezithethe Zakwantu

Haa rharha, nokhwelithole, Khenke uOdwa Dlanjwa

Amasiko abantu abantsundu e-Eastern Cape

Amasiko nezilwanyana

Ibhokhwe

Inkomo

Inkomo kukhu zininzi kakukhulu. Zikhona iinkomo ezingathethi nto, Zibekhona ezithetha nezinyanya ikhona inkomo yoku buyisa abantu bakowenu okanye yokubakhapha. Njengoko eyokukhapha inganyanzelekanga ikhale, eyokubuyisa inyanzelekile ikhale kwaye kufuneka ihambe nebhokhwe kuba ibhokhwe yeyokubuyisa inkomo uyampha

Amasiko amadoda

Amasiko abafazi

Amasiko eentombi

ama siko entombi kulapho kusho kona ukuthi intombi isese yilona itshitshi noma cha!.

Amasiko amantombazana

Amasiko amakhwenkwe

===Amasiko abantwana elona siko libalulekileyo elithi lenzelwe umntwana yiMbeleko.Eli lisiko elithi lenziwe ukwazisa umntwana kubantu abadala okanye izinyanya ngokusesikweni.Elisiko lithi lenziwe ngokutshiswa kwempepho kuxhele esosilwane esothi sinxulumanise abaphilayo nezinyanya ngokomphefumlo kwaye alenziwa komnye umzi lenzelwa kulo nina womntwana xa engendanga xa endile lenziwa kulo yise womntwana ingakumbi xa ingesosizana

Tags:

Amasiko Nezithethe Zakwantu Amasiko abantu abantsundu e-Eastern CapeAmasiko Nezithethe Zakwantu

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Iqela lebhola ekhatywayoISBNINANIIsarhaUmfaziLuxemburgPiet Retief, MpumalangaKazakhstanMsakiITurinZimbiniUmyingeSerie AEGenevaSlovakiyaUmqombothiBawo osezulwiniISO 3166Elokufa alityeliI-chromosomeCamps Bay1920 Campeonato MineiroIxhama litolwe ngabaThwaI-UNESCOMichael JacksonIndod'imba kweny'emqoloMahathir MohamadCaucasusIRashiyaMthathaUMzantsi AfrikaIsituloAtomITeknolojiIsifundoIBhayibhileImfundoRio de JaneiroOxhel'eyakhe akabuzwaImozuluUmkhomb'ubhembesileCarbon dioxideBheljiyamIsiJamaniIKhanzasiMakhanda (Nxele)ImotoIngxuba kaxakaNelson Mandela UniversityIfizikiZenzile Miriam MakebaIziduko zethuIsigweboINavadaUkubamb'isisila sehobeInyokaA Deadly AdoptionIPutugeziEyomqunguOonobumbaUkubala🡆 More