Iso 3166

I-ISO 3166 yikhowudi yezelizwe enamacandelo amathathu emiselweyo ukuze kubhalwe amagama amazwe, imimandla exhomekeke kuwo kunye nolwahlulo olukhulu lolawulo lwamazwe, eyapapashwa okokuqala ngo-1974 nguMbutho weZizwe ngeZizwe woMgangatho (ISO).

Igama elisemthethweni ziiKhowudi zokumelwa kwamagama amazwe kunye nezahlulo zaw .

Umgangatho we-ISO 3166 ugcinwa yi- ISO 3166 Maintenance Agency (ISO 3166/MA), idilesi yayo ikwi-ofisi ephakathi ye-ISO e- Geneva. Ekuqaleni yayibekwe kwi- Deutsches Institut für Normung (DIN) eBerlin.

Emva kopapasho lokuqala ngo-1974, i-ISO 3166 iye yalungiswa ngokuhamba kweminyaka, ngokukhutshwa kweentlelo ezahlukeneyo ezilandelayo.

Tags:

IJografiUmbutho waMazwe ngaMazwe woLungiso

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

MuizenbergIzembeI-OregoniUmtshato wesintu/umendoIJojiyaUmhlabaKuthini ukuphumelelaUmnombo weenkosiEzemidlaloDe jureImbali kaMakhanda (UNxele)Ibhola yombhoxoI-KhandidaUkuvumbululaWalesImotoAmaXhosaUmqalaUYesu KristuIntabaDonald TrumpUmbutho waMazwe ngaMazwe woLungisoRonald ReaganUsaphoUmkhomb'ubhembesileUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoGovan MbekiE-Marin CountyImfundoIsazingeUnyawo alunampumloI-NeurologyUsompempe (ibhola ekhatywayo)Mustafa Kemal AtatürkUlwimi olusemthethweniIndaba yotyelo ayikholiIsitshixo sokulogaUlwimiPhiUkuxubaIpalamenteReggio EmiliaBrooklyn, Cape TownUzaloIsithembuKenilworthUbugcisaMeadowlands, GautengUkuba nguQelezanaKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaNarutoYinyama yamakhwenkweI-FungiITeknolojiIklabhu yeBhola yeTorinoUTiyo SogaUmgangatho wobugcisaIyunivesithi yaseMzantsi AfrikaIziqithi zaseFaroeNeptune (i-astronomy)I-carbonUmdiliyaCarl's Jr.I-ozowuniIBayolojiIsonka sesonkaMasizingce ngelwimi zethuFabrica di Roma (kumasipala)IPhondo yaseMntla-NtshonaLilishwa lomhluzi wamanqinaNonkala🡆 More