Ukujikeleza Ndawonye

RI-rotation yintshukumo eyenziwa yi-object ngokwenza intshukumo jikeleza eyenziwa yokujikeleza ndawonye.

Ukujikeleza Ndawonye
I-sphere sijikeleza kwindawo esimi kuyo okanye kwi-axis yaso

Into ekumila kuzii-dimensional ezimbini ijikeleza isazinge (okanye umbindi) somjikelezo. Into ekumila kuzii-dimensional ezintathu ijikeleza okwesazinge somgca obizwa ngokuba yi-axis. Ukuba i-axis yomjikelezo ikwalapha esiqwini, kuthiwa isiqu siyazijikeleza ngokwaso, okanye senza isizungelezane -  nto leyo ethetha okokuba ijikeleza ngesantya esithile, ukanti mhlawumbi iyazijikelezela nje ingalawulwa nto oko ikwenza nge-angular momentum. Ukujikeleza okusuka kwindawo engaphandle (umzekelo umhlaba ojikeleze ilanga) ubizwa ngokuba yi-orbit okanye ngokuthe chatha ubizw ngokuba yi-orbital revolution.

Iintlobo zokujikeleza

Ukujikeleza Ndawonye 
Ukuhamba kwe-Clockwise 

ukujikeleza isazinge endaweni enye kusenokuba kumkhondo olandelwa yi-clockwise okanye owe-anticlockwise.

Ukubhabha

Kwiintlobo-ntlobo zokubhabha, okanye zokuhamba emoyeni, ezo zizezona zinkulu zaziwa ngokuba ziyi-pitch, i-roll kunye ne-yaw. igama elithi rotation likwasetyenziswa kuhabo ngomoya ukubhekisa kwipitch yenqwelo-moya ebheka phezulu, ingakumbi xa iqalisa ukusuka emhlabeni. Amagama anje ngala ayasetyenziswa kwiintlanzi ezihamba ngamanzi.  

Iimatshini zokuzonwabisa

Iimatshini zokuzonwabisa zezokujikeleza.   Ivili le-Ferris kunye nevili le-observation hline-axis ekwisenta e-horizontal, kunye ne-axis e-parallel kwi-gondola nganye, ngozibuthe, okanye ngomatshini. 

Ezemidlalo

Ukujikeleza, kuhlala kubizwa ngokuba kukwenza isajinge, kudlala indima enkulu kwiinkqubo zemidlalo ezininzi.  I-Topspin kunye ne-backspin kwintenetya. IsiNgesi, silandela size senze i-draw kwi-billiards ne-pool. Iibhola ze-Curve  kwi-baseball nakwi-spin bowling ye-cricket. Iipaddles ze-Table tennis azibaluleke ngokuthi zivumele abadlali ukuba bajikelezise ibhola ngeli lixa beyibetha. 

ezinye ii-websites

Tags:

Ukujikeleza Ndawonye Iintlobo zokujikelezaUkujikeleza Ndawonye ezinye ii-websitesUkujikeleza Ndawonye

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ukudibanisa/UkongezaUMary MorrisseyAbkhazAmanziAmmognichUHans Christian AndersenNelson Mandela UniversityAmathumbuAppleImithi ehlala iluhlazaAfrikaanse Hoër SeunskoolEUNITRAInyongoITanzaniaIgolideIsonka sesonkaUmthath'uzal'umlothaGordon's BayUmlomoAbantuEThekwiniUkuthethaVladimir PutinAmaza12 de Octubre Football ClubIfolokhweUlwimi olusemthethweniUkhwekhwe lwexhwiliIntethoUmZantsi MelikaIsiSothoIncokoI-DecolonizationIZenzoIi-protonsBrooklyn, Cape TownOstreliyaAndorraMozambikhIsiko lolwalukoUkwendaUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoI-ecologySankei ShimbunAlexander Makedon2014 Campeonato Brasileiro Série ANoni JabavuIsiZuluMilanIsifo esosulelayoIsigweboAmazwi alula omculo wefowuniGuidonia MontecelioIsixhobo sokuhamba kombane -IsingxiIkhalenda yesiXhosaIsiXeko saseKapa (Masepala sa Metro)EyomngaAmampungeIsiziba siviwa ngodondoloOmanPerugia🡆 More