Uyesu Kristu

UYesu Kristu

Uyesu Kristu

uYesu Kristu yiNkosi yethu sonke kwaye wafela izono zethu sonke ukuze singatshabalali kodwa sibengabantwana bakhe. UYesu uyamkelwa entliziyweni kwaye umntu aphile impilo engcwele esesemhlabeni ukuze azokulingena izulu xa ibandla lizokuhlithwa emhlabeni.Incwadi kaPawulos ebhalela ibandla lamaGalati isahluko sesihlanu isahlukwana sokuqala uthi, "Yimani ngoko enkululweni athe uKristu wanenzela yona ukuze ningabuyi nibanjwe yidyokhwe yobukhoboka." UBomi obugqibeleleyo ubufumana xa wamkele uKristu.Asikho isimo uYesu angakwaziyo ukusitshintsha. Ukuba uyamfuna thandaza lomthandazo emva kwam ngokholo:

Nkosi Yesu! Ndiyakwamkela njengeNkosi nomsindisi wempilo yam. Ndixolele zonke izono zam, endizaziyo kunye nendingazaziyo. Ndiyakholwa ukuba wafa wavuka ukuze undinikeze ubomi obutsha bentlambululo. Enkosi ngondihlangula. Egameni lika Yesu Kristu . Amen

Ngoku ungafunda ibhayibhile yakho yonke imihla ukuze uphile ngcwele kwaye uthandaze kathathu ngemini. Ungangena nakwinkonzo yokuzila ukutya neyentlambululo. Amen!

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

AbaThembuUmoyaIsiBhuluEntlangoIGAMA LOBUSUTHUIgrammaIsiqithiIngwe idla ngamabalaIndodaWalter SisuluITurkiyaIMinasothaCuritibaUmvundl'uzek'indlelaI-AngolaIzihlomeloUmchamoSebe90 AntiopeInjaUxam waphusileIBayolojiBrazilian Soccer TeamUEFAUkhwekhwe lwexhwiliUNokhonya into kaNyangaIsixhobo se-output - isixhobo solwazi oluphekiweyoISO 639C.J. LangenhovenUntsikaneMrBeastIjet lagInyikimaIsiNgesiCarbon dioxideI-EquationIzembeOmanAmampungeBenfácilUbuhlwempuUlwalukoAmathumbu esikhweneneSlatina, RomaniaIndlovu ayisindwa ngumboko wayoKuninkaankatuIhlathiInkaw'ixingetyeniI-KarateTshisa nyamaIsiColombiaEntrenaKukubhadla okungeyonyaniAmazwe aseFransi aseMazantsi kunye ne-AntarcticIsiXhosaAmapolisaIRashiyaIsitshixo sokulogaI-sumOstreliyaIbhola ekhatywayoIzifo ezidaleka emoyeniUmqeqeshi wezemidlalo🡆 More