Iphondo Yantshona-Koloni

isiXhosa (23.7%) isiNgesi (19.3%)

Ntshona-Koloni
Western Cape
Iphondo Yantshona-Koloni
iKhapitali iKapa
iDolophu enkulu iKapa
Premier Alan Winde
Area
 – Total
Ranked : 4th
129 370 km²
abaNtu
 – Bonke (2011)
 – Density
Ranked : 5th
5,822,734
37.4/km²
Ulwimi isiBhulu  (55.3%)

Tshintsha

UPhondo lwaseNtshona-Koloni luPhondo lwaseMzantsi Afrika. Ulwimi olusetyenziswa nagabantu abaninzi sisiBhulu kweli phondo, lize lilandelwe sisiXhosa. Ezi zizona lwimi zinamandla kakhulu ekuthi kulindeleke ukuba ummi weli phondo aziqonde kuba zizona zistyenziswayo kunxibelelwano lwasemakhaya nakwintetho yasesidlangalaleni.

Idolophu yalo enkulu yiKapa.

Kuqikelelwa kwinani labantu abazi 4 524 335 (zigidi ezine zinamawaka angamakhulu amahlanu anamashumi amabini ane sine, namakhulu amathathu anamashumi amathathu anesihlanu) abahlala kulo.

Abantu abaninzi kweli phondo bathetha isiBhulu (55,3%), isiXhosa (23,7%), nesiNgesi (19,3%).

Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika Iphondo Yantshona-Koloni 
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona

Tags:

IsiNgesiIsiXhosa

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IkhompyuthaAmasiko nezithethe zakwaNtuAmanani a-rationalUkukhululekaThabo MbekiUmlomoParisUcalucalulo lwamazikoUkuba nguQelezanaI-KhandidaMbombelaUBathathu EmnyeYinyama yamakhwenkweInto ayibethwa ngankanaUkwanyisa okanye ukuncancisafgstwUkufana kwezintoIqela lesizwe lebhola ekhatywayo loMzantsi AfrikaXhosa musicUmvundl'uzek'indlelaIsigweboAmathumbu esikhweneneV. UKUZALWA KUKALEPOQO''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''IhlabathiIsifo se-Coronavirus 2019Iklabhu yeBhola yeTorinoInkwenkweLe Fabuleux Destin d'Amélie PoulainIfilosofiI-organismI-UNESCOI-asexual reproductionI-uraniumIsazingeMexicoPhumzile Mlambo-NgcukaUkutya kwamaMpondoAbaphulaphuliDeda mhlangala endaweni yenyhwangiIndod'imba kweny'emqolo1960 Campeonato Brasileiro Série AEbusuku nightingaleInyikimaRuth MompatiIhlathiSwitseriiIzinto azimntakaNgqikaItshesiIMisisiphiIFloridaImbilaIklabhu yeBhola yeHlabathi yaseMilanIsibizoIqakambaSawo Tome nePrinsipeUmntu asint'izityand' igilaSinhaleseGcina MhlopheGrisiMilanI-twig🡆 More