Iqakamba

Iqakamba ngumdlalo odlalwa ngamaqela amabini apho kugityiselwayo kubuye kubethwe.

Iqela ngalinye linabadlali abalishumi elinanye odlalwa kwibala elimbhoxo. Elinye iqela liya betha, lizama ukufaka amanqaku kangangoko linako, ngoxa elinye lijula kwaye ligadile, lizama ukukhupha iqela elibethayo. Inqaku lifakwa xa imbethi ibethe ibhola ngophini ze ibaleke iyokufika kwelinye icala lebalana ze achike umgca ngaphandle kokukhutshwa. Lamaqela anikana ithuba lokugada nokubetha kube kukuphela kwamangeno.

Tags:

Inqaku

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Iindlela yokuphilaI-Hughes Dam (indawo yokugcina amanzi e-Australia, kwiLizwekazi laseVictoria)IseleUkuqelelana kwabantuIziqithi zaseTurks kunye neCaicosUnyawo alunampumloIqaqa aliziva kunukaSantos FCUmthetho wokuqalaIsiSpainUmoyaMarconi FoggiaIAstronomiUkukholwa yeyokosaIsikhululo seSandaThomas MofoloParisInkwenkweUMshweshweEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoIsifo se-Coronavirus 2019IqhenqaUkutyaIMahikengUlwimi lwasiFrentshiIimpawu zokudibanisa nokuthabathaNgumtya nethungaXhosa musicU-Buyelekhaya DalindyeboStation laseNarranderaUmzaliAnne BoleynEGenevaI-cannibalismImbaliEminemI-NileIKhentakhiIsifo sephephaISO 3166UKatAtomINyujeziBaskin-RobbinsI-PhosphorusMessinaIntliziyoIZenzoRuth MompatiTokaiJohann Sebastian BachRonald ReaganNathiUmpostile uPawulosIntyatyamboI-computer hardwareSawo Tome nePrinsipe🡆 More