I-Nonmetal okanye i-non-metal yi-chemical element engenazimpawu za-nkcenkce.
Isenokuba zii-gases okanye ibe zizinto ezingabonakali ngathi ziyinkcenkce. Imizekelo yezinto ezi-gaseous nazi: i-hydrogen, i-helium, i-oxygen, i-nitrogen, i-fluorine, i-neon, okanye i-radon, zezimbalwa esizibizileyo apha. Umzekelo we-solid eyi-nonmetal yi-sulfur. Iqanda ngombala kwaye ayimenyezeli kwaphela. Umzekelo we-liquid eyi-nonmetal yi-bromine. Ibomvu ngombala. I-nonmetal ikwalungele i-insulator xa kushushu naxa kubanda. I-gases okanye ii-brittle solids zizinto ezi-non-metals. Ii-elements ezikwi-periodic table zingathathwa ngokuba zi-metal, zi-semimetal, okanye zi- non-metal.
Uninzi lwee-elements ziyinkcenkce ngokuphindwe kahlanu ngaphezu kwezo zizii- nonmetals. Ezimbini kuzo ii-nonmetals—i-hydrogen ne-helium—zenza ngaphaya kwama-99 ee-per cent ye-Universe, ebonakalayo kwaye inye—i-oxygen—yenza phantse ihafu ye-Earth's crust, i-oceans kunye ne-atmosphere. Izinto eziphilayo phantse zonke zenziwe ngoninzi lwezinto ezizii- nonmetals, kwaye ii-nonmetals zenza ezinye ezininzi ii-compounds kunezo zenziwa zii-metals.
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article I-nonmetal, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.