David Hilbert

UDavid Hilbert (Template:IPA-de; (owazalwa ngomhla wama-23 kweyomQungu ngo1862 –waza lisishiya eli ngomhla we-14 kweyomDumba ngo1943) wayengumBali waseJamani Wayedume ngokuba ngomnye wabona baBali abanefuthe kwihlabathi jikelele kwiminyaka yeenkulungwane ye19 neyama-20.

Lo ka Hilbert weza nothotho lwemibono esisiseko kwimibandela ngemibandela yezibalo, kuquka iinvariant theory kunye ne axiomatization of geometry. Wenza netheory ye Hilbert spaces, one of the foundations of functional analysis.

David Hilbert
UDavid Hilbert. Umfanekiso owathathwa ngo1912.

UHilbert wayamkela ngezandla ezishushu wakwayikhusela ngokungakumbi iGeorg Cantor's set theory kunye ne transfinite numbers. Ubunkokheli bakhe bodumo kw izibalo yintetho yakhe wathi wayenza ngo1900 ingqokolela yeengxaki eyaba sisifundo sophando ngezibalo kwinkulungwane yama-20th. UHilbert kunye nabafundi bakhe wabanegalelo elibonakalayo ekufumaniseni ngokuchanekileyo izixhobo ezibalulekilyo ezisetyenziswa kwizibalo zefisiksi yanamhlanje. UHilbert waziwa njenomgnye wabantu abeza neproof theory kunye ne mathematical logic, nangokuthi abe phakathi kwabantu bokuqala abakwaziyo ukwahlulwa phakathi kwemathematics and metamathematics.{{cite web

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Isisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoIpopulationIsiNgesiCarbon dioxideIVeniceOpera (kumasipala)Inyanga zonyakaUkugqwesa PugliaUmhlahlo ngamehloIPhondo yaseMntla-NtshonaAmathumbu esikhweneneIndaba yotyelo ayikholiInkukhu isikwe umlomoLinqweme lentuloE-ChicagoInkaw'ixingetyeniIzibuloUkojiswaUlwimi olusemthethweniUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaUmhlabaKuthini ukuphumelelaIsifo esosulelayoCuritibaKhaan Khuns-Erchim FCIilwimi zaseMzantsi AfrikaI-CarnivoreHarry Gwala District MunicipalityRobben IslandAmadoda angama-gayI-CNNSecunda, MpumalangaIsiziba siviwa ngodondoloVietnamUbuzweGrinlendEyesilimelaUxam wakholwa ngamantintintiEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoKommetjieDaoucheBusi MhlongoUbugcisaInkwenkweSomerset WestUkuba nguQelezanaIqaqa aliziva kunukaAyisilendZintlanuOmanBenoni, GautengIzimelabizoUsaphoTenerifeOstreliyaUkuphinda-phindaAAAAA Abakhenkethi Abakhenkethi baseTshayinaIintlobo zomhlabaUbuhlwempuEMontiIJapaniNgumsont'onyikinyikiCamps BayPerugiaI-Ayidaho🡆 More