Uhlobo Lokumila I-2D

I-2D okanye izinto ezimacala mabini ukumila, ekuthi kwenziwe kuwo imilinganiselo emibni: ububanzi (ubukhulu okanye ukuvuleka kwento apha emacaleni)  nobude, njenge-square.

Izinto ezimacala-mabini ukumila  azinabunzulu (Ubukhulu bento ukubhekezantsi), obunjengobetyhubhu. Sisixhobo semathematika, kodwa sikwasetyenziswa kwimidlalo yokulola ingqondo edla ngokudlalwa koomabonakude (kwiivideo games), nakwii-science zekhompyutha. 

Uhlobo Lokumila I-2D
 I-square sinee-dimensions ezi-2: ubude nokuvuleka okanye ubungakanani bamacala ento leto kuthethwa ngayo. 

ngenxa ye-maths, isetyenziswa kwi-jometri nakkwamanye amacandelo. 

Kwii-video games, isetyenziswa njengombono, ofana nakwi-Grand Theft Auto 1 kunye no-2.

Tags:

I-MathematicsUmlinganiselo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Intsholongwane i-ZikaNongqawuseInkukhu isikwe umlomoIklabhu yeBhola yeHlabathi yaseMilanSwitseriiNgexesha lamatyeIsiziba siviwa ngodondoloImithetho elishumiUsilelwe isidudu semfeUnyawo lwemfeneIsiziba siviwa ngodoloUmtshato wesintu/umendoIsityeba mva sinqol'intabaUmlomoPhiIntyatyamboI-AlaskhaIzembeUkuvumbululaI-uraniumUkhenkethoUsompempe (ibhola ekhatywayo)LuhlazaIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoIindlela yokuphilaIqakambaI-MercuryUlwimi lwesiLatiniUmgangatho wobugcisaILuwiziyanaUKurt GödelAlbertina SisuluIsokaGrassy ParkIntabaIsisu esihambisayoIngcinezelo e Mzantsi AfrikaUmculoUJohn Knox BhokweDonald TrumpIngxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu soku-IInkaw'ixingetyeniKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaPhumzile Mlambo-NgcukaThomas MofoloSamowaUmzaliImephuAmathumbuIbhokisi yemotoUkuqelelana kwabantuImveliso yasekhaya encangathiUbuhloboIBhayiV. UKUZALWA KUKALEPOQOIPhondo yaLimpopoIsibizoUmtha wedoloInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiScarborough, Cape TownIfilosofiIPhondo yaMpumalangaKazakhstanIsifo se-Coronavirus 2019Ayisilend🡆 More