Ibhayi

iBhayi (IsiNgesi: Port Elizabeth) yidolophu eMzantsi Afrika, imi kwiPhondo laseMpuma Koloni, kumgama ongangama 770 yeekhilomitha (478 i-mile) ngasempumalanga kwiKapa.

Isixeko esisoloko sishwankathelwa njengePE yaye iteketiswa ngokuba "ISixeko esinoBubele" okanye "ISixeko soMoya oVuthuzayo, sinaba kangange 16 yeekhilomitha kufutshane kwi-Algoa Bay, yaye yenye yeendawo ezimandla eMzantsi Afrika yokuma kweenqanawa. Ikwabizwa njengeKomkhulu loMdlalo waseManzini kwi-Afrika yonke.

Ibhayi
iBhayi

IBhayi laqanjwa njengedolophu ngo1820 ukuze kuhlaliswe amaSetlane aseBritane njengendlela yokuqinisa ingingqi ekummandla ophakathi kweKoloni namaXhosa. Ngoku yakha inxenye yoMasipala iNelson Mandela Bay Metropolitan Municipality enabantu abahlalayo abali-1.3 yezigidi zamawaka.

Ukusukela ngoFebruwari 2021, igama likaGqeberha, elivela kwigama lesiXhosa kwilokishi yaseWalmer, lenziwe labhengezwa ngurhulumente woMzantsi Afrika ukuba anyule isixeko saseBhayi.

Umlando

Tags:

IPhondo laseMpuma-KoloniIsiNgesiUMzantsi Afrika

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IhlabathiSSBC TVUlwimi lwesiLatiniU-Winnie Madikizela MandelaIinweleI-solidENgilaniIzdegerdes (General)I-bioticCuritibaAbantu baseMzantsi NdebeleIBhayibhileIndaba yotyelo ayikholiIPhondo laseMpuma-KoloniIilwandleIgrammaImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaBeyoncéInkwenkweIsifo se-Coronavirus 2019ImalariyaOrange JuliusAmampungeIindlela yokuphilaTuvaluIKholoradoAAAAA Abakhenkethi Abakhenkethi baseTshayinaEzemidlaloIxhama litolwe ngabaThwaITurkiyaCapri VillageUSABC 1SixhenxeUmbutho waMazwe ngaMazwe woLungisoUmdlaloUJacob ZumaRio de JaneiroArchibald Campbell (AC) Mzolisa JordanKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaIsikhuni sibuya nomkhwezeliI-Italian Football FederationEstoniyaSlovakiyaPulaKuxhelw' eXhukwanaUluhlu lwabantuIWashingtonTsadaU-Buyelekhaya DalindyeboIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)EMantla eMakedoniI-National Amateur LeagueUmlinganiseloMicrosoft WindowsUmgadaUnxwemeI-Peninsula yaseBalkanIPhondo yaRhawuti🡆 More