I-Mathematics sisifundo sokufunda ngamananiekubalwa ngawo, ngee''ndlela ezimile ngayo izinto'' nangee''patterns'' zezinto ekuthethwa ngazo ngelo xesha.
Kumazwe afana neNgilane, i-Australia, New Zealand naseFrance liyashunqulelwa eli gama leMathematics kuthiwa yiMaths. Kanti eMelika, eCanada naseGermany kuthiwa yiMath. Xa uy''i-Mathematician'' ke kufuneka wazi okokuba uzakufunda ngezi zinto sele zichaziwe apha ngasentla.
I-Mathematics ibaluleke kakhulu kuba zisonjululwa ngayo iingxaki zasekuhlaleni ezisoloko zikho imihla-ngemihla. Baninzi abantu abangezo-Mathematicians abayisebenzisayo i-Mathematics kunjalo nje abaninzi bafunda ngayo. Khawufane ucinge xa ungugqirha ube ungazange wayifunda i-Mathematics, uzakuyibalela njani imixube yamayeza abantu abagulayo. Masithi mhlawumbi ungusomanxiwa, uzakuwazi njani umlinganiselo wamanxiwa. Zininzi izinto apha ebomini ezingenakwenzeka ngendlela efanelekileyo ngaphandle kweMathematics.
Ezi Mathematicians ke zisebenzisa i-''logic'' xa zisombulula iingxaki.
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article I-Mathematics, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.