Imithetho Elishumi

Imithetho elishumi ikwaziwa ngokuba yiDecalogue yingqokolela yemithetho nemigaqo emakuhanjwe ngayo ngokwebhayibhile.

Le mithethi imalunga nendlela abantu amaziphathe ngayo nangndlela emasMnqule ngayo uMdali wethu. Le mithetho ixatyiswe kakhulu kwinkolo yamaJuda neyamaKrestu. Iquka imithetho ethi MNYE kuphela Ofanelwe kukunqulwa, nguThixo, kugcinwe umhla weSabatha, kutshatyalaliswe izithixo, ubugqi, ubugebenga, ubusela, ubuxoki, nokukrexeza. Amaqela ngokwahlukana kwawo aneenkolelo zawo ezahlukileyo kule mithetho, ngokwendlela etolikwa nelandelelana ngayo ngokweendlela enonjolwe ngayo le mithetho. Le mithetho ibaluleke kakhulu kubantu kuba ibubulungisa kwizinto ezenzekayo kwilizwe lethu . Ikwa khumbuza abo bacinga ukwenza konke oku khankanyiweyo .

Amakhonkco angaphandle

Non Praevalebunt

Tags:

IBhayibhileUThixo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IChileUnonkalaMauritaniaBillie EilishGrisiISpainIbhola yombhoxoIbhokhweSt James, Cape TownInyikimaGert Sibande District MunicipalityIqandaNongqawuseVietnamMandisa MayaIsokaThomas MofoloIngcinezelo e Mzantsi AfrikaSantos FCB seriesI-AccountingE-ChicagoLuhlazaUngcoliseko lomoyaSloveniyaINyujeziIpolisa (igosa)Imikhwa yakwaNtuMasizingce ngelwimi zethuUkukhululekaIsifo se-Coronavirus 2019Kuhla ngamqala mnyeAppleGxikigxaSiyandaImfazwe ka MlanjeniITeknolojiIPhondo yaNtshona-KoloniUKwindlaImaliImiphungaCarbon dioxideUloliweIsikhululo seenqwelomoya saseAmsterdam SchipholAbaThembuIpopulationInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiIYunayithedi SteyitsiIsityaloIinkonzo Zeelwimi ZesizweIKhemistriAlbertina nontsikelelo sisuluIsakhonoUConfuciusClube Atlético MetropolitanoEyomqunguI-chromosomeIJojiyaMakhanda (Nxele)Pordenone🡆 More