Isakhono

Isakhono okanye iqhinga kukufunda ukubanakho ukwenza into.

Isenokuba kukudlala ngesixhobo somculo okanye ukudlala uhlobo oluthile lomdlalo okanye ukwenza into nje elula efana nokusebenzisa i-corkscrew. Umntu othi ezama ukwenza into abe engaphumeleli kusenokwenzeka okokuba usebenzisa iqhinga elingafanelekanga kuloo nto ayenzayo. Isakhono asilindelekanga ukuba sibe yinto ephathekayo: sisenokubhekisa kuloo ndlela umntu ayivela ngayo ingxaki ethile.

Imizekelo yezakhono nantsi:

  • isakhono sokubamba bow okanye umpu
  • Isakhono sokuthetha zonke iilwimi
  • isakhono sokufunda nesokubhala

Tags:

wikt:able

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IsikaliUMshweshweIVenusIntyatyamboIngwe idla ngamabalaThabo MbekiGxikigxaSiyandaMozambikhInkwenkweMahathir MohamadAbaThembuIzimelabizoIsiSothoI-NileInyongoUkutyaSwitseriiUntunjanaIsiganeko saseKerch StraitEzolimoIJupiter (i-astronomy)John Langalibalele DubeUmlomo awunasizibaAmampungeInani eliluphawuAmadoda angama-gayGrinlendUmasipala (eItali)Ii-electronsLinqweme lentuloKuthini ukuphumelelaU-Helen ZilleIsibizoAbabhali besiXhosaInkqubo yamazwe ngamazwe yeeyunithi zokulinganisaESkotlaniInkobeUntsikaneIsikhuni sibuya nomkhwezeliAndorraUmgadaUnyawo lwemfeneHelsinkiCrawfordUmjikelo we-ItalianIqakambaIMasetshusethiRandburgKalk BayUkucima ngaphandleIndlalaBarra do BugresInto ayibethwa ngankanaUkukholwa yeyokosaIntaba-mliloIReyikyavíkiHyakka Ryōran Samurai GirlsIqaqa aliziva kunukaInkuku kunye nebhola intuthumboLilishwa lomhluzi wamanqinaI-Italian Football FederationI-QuotientUmculoInkukuIthoyilethi yomngxumaUKurt GödelIAstronomi🡆 More