I-Accounting

Yintoni i-Accounting?

I-Accounting okanye i-accountancy, yi-measurement, nokuphicothwa kolwazi oluphangaleleyo ngoqoqosho olwenziwa ngemali kwii-Economic entities. Xa kusenziwa lo umlinganiselo, ulwazi luyathethwa okanye luyancokolwa. I-accounting nebisoloko isaziwa ngokuba "Lulwimi loshishino" yenza umlinganiselo weziphumo zoqoqosho olwenziwa zizinto ngezinto ezenzeka apha embuthweni. Ize ke yona i-Accounting izihambise ezi ziphumo kubo bonke abantu abanokuzisebenzisa, kuquka ii-investors, ii-creditors, i-management kunye nee-regulators. Abantu abasebenza nge-accounting kuthiwa zii-Accountants.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ERomaIzintsoIpolisa (igosa)RhulumenteIbhola (Ibhola ekhatywayo)Ukuba nguQelezanaUlwimi lwezandla lwase Mzantsi AfrikaUkubalaI-eurUsilelwe isidudu semfeFIFuRoni da FutbollUkuhlukunyezwa kwesiyobisiIKapaIntliziyoSteve BikoUmqeqeshi wezemidlaloUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoRepublic of KoreaImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020IziphawuliI-e-mailIsakhono sokufundaIzibuloUkudibanisa/UkongezaWikipediaUloliweInjongo (ibhola)Intlalo kwaXhosaKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaUmfaziAmaXhosaIsiziba siviwa ngodoloImfundoIfizikiUYesu KristuImbilaUsaphoFrench Frigate ShoalsImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaIntabaIndlovu ayisindws ngumboko wayoUnyawo lwemfeneUluhlu amaqhaloInyongoUmzaliInkululekoIsenziUsompempe (ibhola ekhatywayo)Ngumthi nexoloGxikigxaSiyandaI-NeurologyFlorenceZemk'iinkomo magwalandiniIShayinaUbuzweIpopulationUbunto bentoOmanUkukhululekaIqhenqaITeknolojiAjentinaIMontana🡆 More