Etranskei

ITranskei ngommandla waphesheya kweNciba ongumphumela wolawulo lwengcinezelo woMzantsi, apho uRhulument wengcinezelo owayelawula phambi konyaka ka-1994, wathi wohlula ulawulo ngokwamathanag ngenjongo yokuthintela ubunye kubantu abaNtsundu.

Ngenxa yoku ke kwathi kwahlulwa phakathi kweCiskei kunye neTranskei, apho abemi bale mimandla babengavumelekanga ukutyelelana ngaphandle kwepasipoti. Iinkokheli ezininzi zomzabalazo wenkululeko ezifana notata u-O. R. Tambo, utata uNelson Mandela, uNjengel Bantu Holomisa nabanye, ziphuma kulo mmandla weTranskei.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Iziphaluka zaseBritane eziphesheya kolwandleISpainIbhentshiIPolandIndaba yotyelo ayikholiIPhondo laseFoggiaILuwiziyanaBack Yard BurgersIsitulo17BoksburgIbali lelali yaseTyrolineUMarvin Gay SrIimvumi zaseMzantsi AfricaKinross, MpumalangaUmhobe wesizweUZaharaIphepha Elingundoqo''Ingwe idla ngamabala''ClippertonSerbsI-SpacecraftUmqombothiInyokaYenkomoEntlangoInkukhuIBhayibhileGeorge W. BushU-NgubengcukaDesmond TutuInyama emhlopheI-sumCaucasusAmaphondo asemZantsi Afrika needolophu zawoIlatin AmericaIilwimi zaseNiger-CongoI-omnivoreI-phosphineUKwindlaIBayolojiIAstronomiUmthethoMangosuthu ButheleziC.J. LangenhovenU-C (woku-programa ulwimi)Usilelwe isidudu semfeULeonardo da VinciKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaBrindisiITeknolojiReggio EmiliaVallettaUmzaliIsiColombiaLifeIngxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu sesi-IIIOmanUEFAOonobumbaUJacob ZumaUthandoIncwadi🡆 More