Ucalucalulo Oluxhomekeke Kumbala

Uphando lufumene ubungqina obuninzi bocalucalulo oluxhokeke kumbala wolusu kubulungisa bolwaphulo-mthetho, ishishini, uqoqosho, izindlu, ukhathalelo lwempilo, imidiya kunye nezopolitiko eUnited States naseYurophu .

Izikhumba ezikhanyayo zibonwe njengazona zikhethekileyo kumazwe amaninzi eAfrika, eAsia naseMzantsi Melika .

ilizwe jikelele

  Ubuhlanga buchaphazela phantse zonke iinkalo zobomi ngemihle ngemihla. Uphando lubonisa ukuba abantu bebala elintsundu banikwa abathuba amancinane ukuba bafumane imfundo ephakamileyo nakwingqesho kunabamhlophe . Abantu abantsundu baphathwa gxadalala kunabamhlophe. Njengabalingani bothando, bajongwa njengabantu abangathandekiyo kwaye abantu abamhlophe babajongwa njengento enqwenelekayo. Bakwafumana unyango lwezamayeza olubuthathaka.

Tags:

I-AfrikaI-EshiyaIYunayithedi SteyitsiIYurophuUmZantsi Melika

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

GxikigxaSiyandaEyomngaIsoviet UnionUbhodl'usambosaWolfgang Amadeus MozartFIFuRoni da FutbollUJacob ZumaIShayinaUmmandla onommiselo oqhelekileyoU-Winnie Madikizela MandelaEGenevaIChileUntsikaneIZenzoI-solidInkaw'ixingetyeniUluhlu lwemimandla yaseNiger ngokweSalathiso soPhuhliso loLuntuIhlathiWilliam ShakespeareUmthethoIsisele sombinzaIinkonzo Zeelwimi ZesizweRobben islandNathiI-KhandidaKwaThemaI-National Amateur LeagueU-NgubengcukaUnonkalaIsiziba siviwa ngodoloIziqithi zaseTurks kunye neCaicosCampeonato FluminenseI-UEFA Champions LeagueInzululwaziUkukhululekaUluhlu lwabantuEkhonkrithiUkojiswaIHlengesiIi-electronsNgo-2022 ukuqhuma kweBhulorho yaseCrimeaVladimir PutinKugawulwa owaziwayoIDelaweriIzizwe ezimanyeneyoNambornUnyawo alunampumloThabo MbekiAlexandra, GautengI-AutismMauritaniaItyala lamaweleMacauInyama emhlopheIsiJamaniIFlorida🡆 More