- I-Chemical substance, yinto eluhlobo oluthile esoloko isenziwa nge-chemical composition
- Into eluhlobo lwechiza
- I-Substance abuse, sisiyobisi esinxulumene nokukhathalela impilo yabantu kunye nomthetho ojongene nokufumanisa unobangela weziyobisi ekuhlaleni.
- ISubstance dependence, yi-drug enxulumene nokukhathalelwa kwempilo kwanomthetho ojongene nokufumanisa unobangela weziyobisi ekuhlaleni.
- I-Matter, nantoni na enobunzima obubizwa ngokuba yi-mass, ize kwaloo nto ikwazi ukuthatha indawo kuloo ndawo ibekwe kuyo. Umzekelo, ikomotyi inobunzima bayo, kwaye xa ibekwe endaweni, loo ndawo ikuyo ikomityi ithathwe yikomotyi. Ngako oko ikomotyi yi-matter kuba inezinto ezimbini ezi zezi; ubunzima obuyi-mass; iphinde ikwazi ukuthatha okanye ukuvala indawo.
- I-Substance theory, yi-theori ebonisa okokuba i-substance yahlukile kwiimpawu zayo.
- I-Substance (Joy Division album), 1988
- I-Substance (Blank & Jones album), 2002
- I-Substance 1987, a New Order album
- "I-Substance", yingoma eculwa ngu-Haste the Day from That They May Know You
- Metal Gear Solid 2: Substance, an update of the video game Metal Gear Solid 2: Sons of Liberty
- I-Homoousian, igama lesiKrirestu elithetha ukuba "same substance"
Okunye okunxulumene ngee-drugs
- Drug substance
- Substance abuse, drug-related healthcare and social policy diagnosis or label
- Substance dependence, drug-related healthcare and social policy diagnosis or label
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article Ii-substances, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.