Imakemake

I-Makemake (ibizwa ngokusesikweni njenge-136472 Makemake) iyi-dwarf planet.Yaafunyaniswa ngomhla wama-31 kaMatshi ngo-2005 zii-astronomers ezingoo- Michael E.

Brown, u-Chad Trujillo kunye no- David Rabinowitz. Yayisaya kubhengezwa njenge-dwarf planet ngomhla we-11 kaJuni ngo-2008. I-Makemake -yinto eyi-Trans-Neptunian, kuba ijikeleza iLanga emva kwe- Neptune.

Imakemake
IMakemake kunye nenyanga yayo (iHubble Space Telescope)

Kuthiwa xa ibizwa i-Makemake emva kwesithixo sama-ancient civilization that lived on Easter island.

Igama

Ekuqaleni  le-planet yayinikwe igama lokuyiphawula elithi  'Easterbunny' njengoko yathi yafunyanwa ngokukhawuleza emva kwePasika. umbutho weAstronomi kuzolwenke wayinika igama elithi   Makemake, the creator uthixo ongumdali wabantu besiqithi sePasika, ukuze bazigcine bexhumene nePasika.

Isimboli ecetywayo ye-Makemake ngu-Imakemake .

Ukumila kwayo

I-Makemake ibonakala ngokungathi yenziwe ngomkhenkce anangamantye. kodwa izinga  lobushushu liphantsi kakhulu, umkhenkce uqina nkqi ufane nqwa namatye. 

Emakufundwe

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

EMontiIBhishoImbaliLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuUbuKumkani bamaBritaneITeknolojiIItalyISerie A 2021-2022IsibizoAmanziUNongqawuseKhanadaU-C (woku-programa ulwimi)Apple IIAlice KinlochUDingiwe wadudelwa nguJambaseIPolandI-Transmission mediumLilishwa lomhluzi wamanqinaClube Atlético JoseenseImithetho elishumiIBulgariyaRonciglioneUThixoUkubamb'isisila sehobeILoviisaIJamaniI-PredatorEyesilimelaIsiJamaniSlovakiyaIsituloDaoucheI-oxygenIChileINamibiaUmthethoNawuruAmaXhosaIsityeba mva sinqol'intabaDerby CampineiroIziphaluka zaseBritane eziphesheya kolwandleIsonka sesonkaIsisu esihambisayoIMasetshusethiKhaan Khuns-Erchim FCInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaIprojekthiAmashumi amabiniUkuthethaUKwindlaIsantyaUkojiswaHarry Gwala District MunicipalityInkampani yoSasazo yaseMelikaUmlomoInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiIsiSpainUmqombothiUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoSouth AfricaCharlotte MaxekeThokozaUmdlalo🡆 More