Umlenze

Umlenze yinto esetyenziselwa ukuxhasa izinto; ukuzibamba zingawi.

Iintaka kunye nabantu zinemilenze emibini. Ezinye izinto,yimilenze.   umzekelo, iitafile nezitulo, nazo zixhaswa yimilenze.  

Umlenze
Umlenze
Umlenze
Imilenze, kuchotshwa ngayo.

Izikwanyana zona zidla ngokuba nemilenze emi-2 nemi-4 (izilwanyana ezizii-vertabrates, zaziwa njengezilwanya ezinethambo lomqolo), okanye 6, 8, okanye 12 (ii-arthropods, umzekelo ziizinambuzane kunye nezigcawu). Ii-Centipedes kunye nee-millipedes zinothotho lwemilenze emininzi, kodwa ke ayide ibengamakhulukhulu okanye amawaka emilenze njengoko amagama azo esenza okokuba abantu abangazaziyo ezi zilwanyana bacinge okokuba kunjalo. Abantu bona banemilenze emi-2, ethi iphelele yakuba neenyawo. 

i-Biped sisilwanyana esinemilenze emibini ize yona i-quadruped ibe sisilwanyana esinemilenze emine. 

Abantu abantetho isisiNgesi basebebzisa igama elithi "mlenze" kwizafobe, umzekelo:

  • awunamlenze wakuma (oko kuthetha okokuba "awunankxaso; awunanxaxheba kule ngxoxo")
  • ukuyibeka ngomlenze (ukubaleka)
  • ukutsala omnye umntu ngomlenze (ukumqhula ngenjongo zokudlala ngokuthi ubonise okokuba kukho into engenabunyani)

Tags:

AbantuItafile

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Claremont, Cape TownI-makemakeIjografiIklabhu yebhola ekhatywayo yamazwe ngamazwe iMilan 2023-2024IfonetikiSebokengUlwimi olusemthethweniIilwandleI-AlabhamaIindlela yokuphilaUDingiwe wadudelwa nguJambaseIBotswanaUbugcisaEyesilimelaUmlambo i-ApiesUNokhonya into kaNyangaIsikhuni sibuya nomkhwezeliIsibindiYinyama yamakhwenkweSolomom MotswairoSomerset WestAmaXhosaPieter Willem BothaInkaw'ixingetyeniSouth AfricaUmxhaxhaJacob Mpharanyana RadebeIndlovu ayisindws ngumboko wayoUmthetho wokuqalaIzithethe zasebukhosini zezimvu zasePugliaUkulogga kwe-keystorkeRandfonteinIJamaniIMasetshusethiCentury City, Cape TownUbuzweEyomsintsiIziDuko zomzi wakwaXhosaUmtha wedoloIKhalifoniyaIMarilandiMarsUmasipala (eItali)Uhlobo lolutyaUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaI-cellUmamaInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiI-AutismInyikimaIsifo esosulelayoIKhanzasiIsifisoUkuzenza akunje ngakwenziwaIzintsoRomaniyaUkutya kwamaMpondoIsityaloNgumthi nexoloKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaErmelo, MpumalangaISwitzerlandKhutsongKhanadaISerie A 2021-2022🡆 More