I-Anatomy

Ukufunda ngomzimba wezinto eziphilayo lisebe lezifundo ze-bayoloji elijongene nokuphicotha indlela ezidalwe ngayo neziphila ngayo izinto eziphilayo nobubuxhakaxhaka obenza okokuba ezi zinto ziphile.

Xa esi sifundo usijonga kwelinye icala, sinxulumele ne-embryology kunye ne-comparative anatomy, nekuyiyo kanye eyinzalelwane ekufuphi kwi-evolutionary biology kunye ne-phylogeny. I-Human anatomy yenye yeziseko ze-nzululwazi yamamachiza.

Eli sebe le-anatomy lahlulwe kubini kukho i-macroscopic kunye ne microscopic anatomy. I-Macroscopic anatomy, okanye i-gross anatomy, kukulolongwa nokuhlolwa kwamalungu omzimba wesilwanyana ngokujonga nje ngamehlo engancediswa nto. I-Gross anatomy ikwaquka isebe le-[superficial anatomy]]. I-Microscopic anatomy ibandakanya ukusetyenziswa kwezixhobo ze-optical kwizifundo zee-tissues eziziintlobo ngeentlobo, nezaziwa ngokuba zeyi-histology nakwisifundo see-cells.

Imbali ye-anatomy ibonakala ngokuthi kutyelwe phambili ngokuyiqonda imisebenzi yee-organs nangendlela owakhiwe ngawo nomile ngawo umzimba womntu. Nee-methods ziphuculwe ngokukhawuleza okukhulu, oko kubeka phambili ukuhlolwa kwezilwanyana ngokuthi kuqhaqhwe umzimba wesilwanyana esifileyo kunye nesidumbu (isidumbu somntu) kwinkulungwane yama-20 eminyaka yobuchwepheshe be-medical imaging kuquka ne- X-ray, i-ultrasound, kunye nemagnetic resonance imaging.

Imithombo

Tags:

IBayoloji

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ImbaliInkobeUkwendaIimbali zamaXhosaJuventus Football ClubSerie AI-SpacecraftUJacob ZumaDipaleseng Local MunicipalityIVeniceOxhel'eyakhe akabuzwaHyakka Ryōran Samurai GirlsInkukhu isikwe umlomoIYurophuBeyoncéERomaLibodeImfazwe ka MlanjeniIngxuba kaxakaPiet Retief, MpumalangaEyekhalaDiepkloofNgumtya nethungaIzinyoSebeIsibizoI-AccelerometerIsiJamaniIntethoInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhaliGenoaUmtha wedoloIMishigeniIGAMA LOBUSUTHUWilliam ShakespeareI-PhosphorusFlorenceEViennaAmatheDonald TrumpLeishmaniasisOrphanI-RepublicUKwindlaIkhalenda yesiXhosaUlwandle olumnyamaGenesisIRashiyaZimbini1986 Copa Libertadores FinalsAl PacinoBoeing 737UWhitney HoustonI-geneIBhayibhileI-OzowuniBrindisiInkukhuImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020IPhondo laseMpuma-KoloniTorshavnEkhonkrithiInkokheliI-digitalIncwadiIngcinezelo e Mzantsi AfrikaI-phosphine🡆 More