Ngokwakwa-Linguistics I-Nani Eli-Cardinal

1 & 3 umntu woku--1, isitulo soku-1

Cardinal versus ordinal amanani
Cardinal omnye isibini zintathu ezine
1 2 3 4
Ordinal kuqala yesibini okwesithathu wesine
isimaphambili sehlelo lesibizo) -1 Imiz: izmp zamahlelo

isimaphambili sehlelo lesibizo)-2 Izmp: zamahlelo 1&3

umntu wesi-2
isitulo sesi-2

(simaphambili sehlelo lesibizo)-3 Imiz: ismp sehlelo 1&2

umz: umntu wesi-3
isithulo sesi-3

 isimaphambili sehlelo lesibizo)-2 Izmp: zamahlelo 1&3 . Imiz:

umntu wesi-4
isitulo sesi-4

Kwi - linguistics, ngakumbi kwigrama yesiqhelo, inani eli-cardinal okanye i-cardinal yokubala amanai ngokulandelelana kwawo (okanye naliphi na inani eli-'cardinal) yinxalenye yentetho  esetyenziswa xa kubalwa, njengamagama esiNgesi afana no-'one', 'two', 'three', esingathi ngesiXhosa (sifakela isimaphambili sesibizo ngokwamahlelo azo phambi kwenani elo emz: umntwana woku-1, umntwana wesi-2, litye lesi-3, kunye namanani aphuma xa kudityaniswe amanani azii-compounds angamanani amabini nangaphezulu umz: amakhulu amathathu anamashumi amane nambini), kanti ke ngesiNgesi (seCommonwealth) kuba yi-three hundred and forty-two okanye three hundred forty-two (ngesiNgesi saseMelika). Amanani   a-cardinal ahlulwa kwamanye njengee-definite numerals kwaye anxulumene namanani a-ordinal, afana noo-(woku, boku,loku, - qala; wesi, besi, lesi-bini; wesi, besi, lesi- thathu; njalo njalo.

Jonga nalapha

  • Inani eli-Cardinal elisetyenziswa kwamathematika 
  • Amanani EsiNgesi ngokulandelelana kwawo (ingakumbi icandelo lamanani a-cardinal) 
  • Inani eli-Distributive
  • Inani ekuphindwa-phindwa ngalo
  • Amanani alandelelana (ngokwakwa-Linguistics) umzekelo ziinkqubo zokusetyenziswa kwamanani kwiilwimi-ngeelwimi. 

Nanga amanye amaphepha anesihloko esikwanxulumene nesi

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Imveliso yasekhaya encangathiIsokaUkhwekhwe lwexhwiliPitika NtuliMthathaValparaísoNathiGovan MbekiImiphungaUcalucalulo ngokwesiniIndlebeIsityeba mva sinqol'intabaI-NATOIsakhono sokufundaIsifo se-Coronavirus 2019Ababhali besiXhosa11 (inani)I-ErizonaWalesIndlal' InamanyalaItshesiIMasetshusethiIBulgariyaIimpunduUBathathu EmnyeMultilingualismAbenguniUlwimi PortugueseSantos FCAmanani a-rationalIPhondo yaLimpopoWikipediaIhlabathiUnyawo lwemfeneIYunivesity yase Fort HareIsiBhuluIYukreyiniIntethoMexicoMicrosoft WindowsI-KhandidaUmthetho wokuqalaUkukhululelaIMisisiphiUsapho (lwakwa Bayoloji)I-eurInkuku kunye nebhola intuthumboIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoUlwalukoCampeonato Brasileiro Série AIPhondo laseMpuma-KoloniIKhemistriBheljiyamIbhola yombhoxoOstreliyaAmazwi alula omculo wefowuniIyunivesithi yaseMzantsi AfrikaNarutoIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliIsiKopyeI-twigEZambiaE-Marin CountyIndlovu ayisindwa ngumboko wayo🡆 More