Indlebe

indlebe lilungu lomzimba elenza okokuba abantu beve.

Ezinye izilwanyana, ezifana nabantu noninzi izilwanyana ezinamathambo omqolo, zineendlebe ezimbini, kodwa ezinye izilwanyana aziva ngeendlebe. Isigcawu sinoboya obuncinane emilenzeni yaso esimamela ngabo.

Indlebe
Le yindlebe yomntu yecala langasekhohlo ear
Indlebe
umzobo womphakathi wendlebe yomntu

Indlebe le siyibonayo isebenza ngokunqakula isandi isiqhubela ngaphakathi kuyo. Olu ngcangcazelo luthunyelwa engqondweni sisikhaxa semisonto yemithambo ehambisa igazi.

Le ndawo ingaphandle nebonakalayo apha endlebeni kuthiwa yipinna.

Iindlebe zikwasetyenziswa nakweminye imisebenzi. Indlovu isebenzisa iindlebe zayo ezinkulu ukuzipholisa ngemini ezishushu kakhulu. Amalulwane axhomekeke kwiindlebe zawo xa efuna ukufumana ixhoba lawo. Ezinye izilwanyana zisebenzisa iindlebe zazo xa zithetha nezinye izilwanyana ezifana nazo.

Tags:

Abantu

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ababhali besiXhosaImbaliUlutsha lwe-Titans Hamba!FlorenceIsiHolaniUBathathu EmnyeRio de JaneiroInkokheliUmnombo weenkosiIKomkhuluEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoEyomdumbaCanzibeArgo TeaUkuthethaMichael JacksonUDingiwe wadudelwa nguJambaseHyakka Ryōran Samurai GirlsEzolimoUluhlu lwabantuMelikaEkhonkrithiIzinyoUbuhleIsiColombiaIJamaniIzihlomeloI-HelsinkiInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiUkutyaI-pancreasUkuqelelana kwabantuJuventus Football ClubMonte VistaAmathumbu esikhweneneBergvlietAmanziBhozniya neHerzegovinaUmqeqeshi wezemidlaloIJojiyaInyikimaIZenzoSteve BikoSanati Kaveh Tehran FCSantiagoIlatin AmericaUmhobe weSizwe waseMzantsi Afrika omdala Die StemLuxemburgIbhokwe efuywayoUmlamboIziqithi zeCanaryIBergamoIsakhono sokufundaUmdlaloMrBeastUkhenkethoPiet Retief, MpumalangaAubuso ngelosi10YenkomoIsarhaAbaThembuIsigweboIxhama litolwe ngabaThwaI-carbonUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoI-Particle physicsIFinlandBoksburg🡆 More