Imbila Yaswel'umsila Ngokuyalezela

Iqhalo elithi imbila yaswel'umsila ngokuyalezela lisukela kwibali okanye intsomi edumileyo, eyayisaziwa ngawo onke aAmaXhosa,intsomi ethetha ngezilwanyana ezazingenamisila kanye xa zizonke.

Zaxelelwa zonke ukuba zize kuthatha imisila eziyithunyelelwe nguMdali ngeenjongo zokuba zibethe ngazo izinambuzane njengoko bekubonakala ukuba ziyahlupheka kukutyiwa zizinambuzane.

Imbila yathi ngenxa yokonqena yayaleza inkawu ukuba ize iyiphathele umsila. Inkawu yasuka yathi yakunikwa umsila wembila suke yawudibanisa nalowo wawuphiwe yona. Yiyo ke loo nto eyyabangela ukuba inkawu ibenomsila omde kwaye imbila ingekabinamsila wokuhesha izinamuzane nangoku.

Eli qhalo lithetha ukuba singabo thumela sibo ziyela......

Tags:

AmaXhosa

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Katikati, eMzantsi AfrikaBaskin-RobbinsINavadaMthunzikazi mbungwanaAmanqindiUfudo''Ingwe idla ngamabala''WhakeI-PhosphorusKazakhstanEZambiaIsitshixo sokulogaEyedwarhaI-oxygenUkucacaAguiarnópolisIJojiyaKukubhadla okungeyonyaniEyomsintsiI-AyowaPIntaba-mlilo2015 Campeonato RoraimenseIYunivesithi yeTekhnoloji yaseVaalIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AOmanMurciaEViennaIngcinezelo e Mzantsi AfrikaUNtsikanaUkukholwa yeyokosaAmafuUmqeqeshi wezemidlaloAkukho nzwan'ingenasiphakoBolognaUbuzweReggio CalabriaIziphawuliFrosinoneIBergamoInyongoIsiko lolwalukoIilwimi zaseNiger-CongoInqakuI-cannibalismOceaniaIziduko zethuPiet Retief, MpumalangaI-TranskeiImfazwe ka MlanjeniUkubhed'idlabaGenoaIJamaniIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliUbunjineliUThixoAmatheNgumtya nethungaI-squareBhozniya neHerzegovinaI-AlaskhaImbila yaswel'umsila ngokuyalezela🡆 More