Amafu

Ilifu ngamanzi emoyeni (umoya) esinokuwabona ngamehlo.

kulapho imvula kunye nenkungu zivela khona.

Amafu
Amafu esibhakakeni

Amanzi asmhlabeni aaphuma engumphunga womoya (aze ajike abeyinto engabonakaliyo) aze enyuke aye esibhakabhakeni. enyukele ngasentla apho umoya ububanda, amanzi ayaqokelelana: ayajika angabi ngumoya ongumphushu abe ngamaqabaza okanye abe ngamagaqa omkhenkce. siwabona laa maqabaza amanzi engamafu. Amaqabaza aphindela emhlabeni ngokuthi aqabaze kuwo sele eyimvula, aze aphinde amanzi aphume sele engumphunga kwakhona. Oku ke kuthiwa s''isazinge samanzi''

Umoya usoloko enentwana yomphunga wamanzi ongenakubonwa ngamehlo enyama. amafu enzeka xa umoya lo ungasenakuwubamba wonke lo mphunga wamanzi ubonakalyo. Template:Page needed Omnye umphushu wamanzi uyadibana usongane ubengamaqabaza amanzi amancinane kakhulu. Yiloo nto kanye ke le kuthiwa lilifu.

Tags:

Imvula

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

MelikaFenerbahce SKIbhokhweBothasigWilliam Wellington GqobaIsikhuni sibuya nomkhwezeliIFinlandIziqithi zeCanaryJohn Langalibalele DubeESkotlaniImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaAmazwe aseFransi aseMazantsi kunye ne-AntarcticUsilelwe isidudu semfeKazakhstanAlexander MakedonIsonka sesonkaIHloboKrakówAbujaNgumtya nethungaInkokheliIsiPediIsifo se-Coronavirus 2019InzululwaziUJacob ZumaIthoyilethi yomngxumaIsiXhosaI-Italian Football FederationUkungondlekiKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaUluhlu lwabantuIHlengesiIMinasothaUmgadaAbaThembuIhlathiISO 3166IfolokhweIsiziba siviwa ngodoloITopiyaUmamaU-Tiyo Soga (1819-1871)Umthetho wokuqalaILuwiziyanaAndorraUkuhlukunyezwa kwesiyobisiWilliam ShakespeareMoscouI-ecologyUluhlu lwamagama eedolophu zaseMzantsi AfricaAbathunywa be-FIGC kwiPhondo nakwiSithiliInkwenkweUKwindlaIbhola yombhoxoEzemidlaloUmlenzeIsiXeko saseKapa (Masepala sa Metro)IndodaH. KewellElokufa alityeliUkutya kwamaMpondoI-DecolonizationB seriesBritish🡆 More