I-square yindlela yokumila apho amacala amane ento alingana gingci, kwaye zone iikona zaloo zikwiqondo lama-90.
ngesiNgesi ke kuthiwa zizii-'right angles'. . Ii-diagonals ze-quare zisoloko zinqumla (zisenza umnqamlezo) kwii-right angles. I-angle ephakathi kwayo nayiphi na i-diagonal nekwicala le-square iba kwiqondo lama-45 (ama45 degrees). Omane amacala e-square angumceph'ucandiwe, oko kuthetha okokuba afana nqwa. ungabangasijikeleza macalana onke, uyakufika eyinto enye xa ewonke loo macala aso, ngesiNgesi kuthiwa sine-rotational symmetry yamacala amane. Sinemigca emine ye-regular symmetry.
I-square luhlobo lwe-rectangle olumacala alo alingana onke ngobude. Kodwa nangona kunjalo, qaphela okokuba nakuba i-quare siluhlobo lwe rectangle, i-rectangle akudingeki ukuba mayide ibe s-isquare.
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article I-square, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.