I-Abstract algebra lolunye uhlobo lakwa-math olufunda nzulu ngezakhiwo ze-algebra nekuthiwa yi-algebraic structures.
Ezi zakhiwo ziquka:
Yinto eqhelekileyo ukwakhela i-theori kuhlobo olunye lwesakhiwo esinye, njengakwi-group theory okanye kwi-category theory.
Injongo yetheori kwi-concept nganye kukuza nenkcazo epheleleyo necacileyo nge- concept, imizekelo yayo, izakhiwana eziphuma kuyo, iindlela zokunxulumanisa imizekelo ye-concept eyahlukeneyo ngokwakwa-algebra(ically) (ezi ke zibizwa ngokuba zii-morphisms kwezinye iimeko), kunye nokusetyenziswa kwee-concepts, macalana omabini ngaphakathi kwitheori yayo, nangaphandle kwamanye amabakala amanye amabakala emathematics.
Ngexesha lembali, amabakala ngamabakala akwa-mathematics asebenzise ii--algebras. Ii-algebras zimalunga nokufumana okanye zixele ngokucacileyo nokuchanekileyo imigaqo yokubala ngee-formulas nangee-expressions ezithile kwamathematics. Olunye uhlobo lwe-algebra (nolungelilo olu-abstract) yi-elementary algebra, umzekelo.
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article I-Abstract algebra, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.