Izibalo

Izibalo zizifundo ezimalunga namanani.

Izifundo zokuqala kwizibalo zezi: ukubala ngamanani; ukudibanisa okanye ukongeza; ukuthabatha okanye ukuphungula; ukuphinda-phinda; nokwahlula-hlula.

Izibalo ezinendawo yokubanzima ziquka ukusebenza ngamanani aphawuliweyo, Iqhezu lenani, iiidecimali, kunye namanani athabatha amandla kunye nalawo aziingcambu.

Abantu abaninzi, ingakumbi eMzantsi Afrika, baqala ukufunda ngezibalo, kumabanga okuqala, baze abanye babo bagqibele ngoko bangabisenyuka nazo izifundo zezibalo. Ngenxa yoko, kuthi kusakuvela iimeko apho kufuneka besebenzise kwa ezi zibalo, babe sele baalibala kwanto ngozo. ngalo lonke elo xesha, imisebenzi emininzi ifuna ulwazi ngezibalo, kwaye abaqashi abaninzi bakhalaza mihla le ngelithi kunzima ukufumana abantu abazazi ngokupheleleyo izibalo. Embalwa kwimisebenzi emininzi efuna ulwazi ngezibalo ibandakanya ubuchweli, iplumbers, i-auto mechanics, ii-accountant, i-architects, Oogqirha, kunye namanesi. Izibalo zifuneka kuzo zonke iinkalo zemathematics, kwisayensi, nakubunjineli.

Ikhalttyhuleyitha ingasetyenziselwa ukwenza umsebenzi wezibalo. Iikhompyutha zingakwenza ngokukhawuleza oko, nekusesona sizathu sibangela okokuba abafumana iGlobal Positioning System babenekhompyutha encinane ngaphakathi.

Imizekelo yezibalo

  • 2 + 3 = 5 (ukudibanisa akutshintshi ziphumo nokokuba kuqalwe ngeliphi na inani: isiphumo saxa kungu 2 + 3 siyafana naxa kungu 3 + 2)
  • 7 - 5 = 2 (ukuthabatha kusenokutshintsha iziphumo xa kuqalwa ngelinye inani ebekungaqalwanga ngalo kuqala, umzekelo: isiphumo sika 7 - 5 sahlukile kwisiphumo sika 5 - 7)
  • 3 * 4 = 12 (ukuphinda-phinda akutshintsi ziphumo nokokuba kuqalwe ngaliphi na inani, umzekelo: isiphumo esivela ku 3 * 4 siyafana nesiphumo esivela ku 4 * 3)
  • 6 / 2 = 3 (ukwahlula-hlula kutshintsha isiphumo xa kuqalwa ngelinye inani kulawo mabini: 6 / 2 wahlukile ku 2 / 6)

Tags:

UkubalaUkwahlula-hlula

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ICampomarino LidoUKatIsiSpainInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiMzantsi-AfrikaBhutanAbabhali besiXhosa ngeminyaka yoo-1900UmlamboSlovakiyaUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaI-OnchocerciasisAngolaKuxhelw' eXhukwanaMandgelis DocumentBuster KeatonGraham GreeneKingman ReefAugustusAmory LovinsImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020I-OhayoKhanadaBawo osezulwiniUngquzulwano Russian-UkrainianPescaraUlwimi PortugueseIBayolojiI-EshiyaUKurt GödelI-RepublicEldridge CleaverRoberto BolanoIkhalenda yesiXhosaDavid GuettaMasizingce ngelwimi zethuCanzibeIshumi elinesixhenxeE-BhizanaValparaísoI-sign (yakwamathematika)ImbelekoITopiyaLeona TheronUbunjineliU-Thuli MadonselaIsifisoAbkhaziaIimaski zobuso ngexesha lobhubhane we-coronavirus ka-2019 ukuya ku-2020Zondeni SobukweDavid WoodardUmthetho wokuqalaCampomarinoZintlanuRhulumenteAndy Warhol🡆 More