Umgaqo-Siseko Wasemzantsi Afrika

Yintoni umGaqo-siseko? UmGaqo-siseko weli lasemZantsi afrika ngumthetho owongameleyo kweli lizwe.

Unika isiseko somthetho ngobukho bale riphabhlikhi yasemZantsi afrika, iwabeka acace gca amalungelo nekulindeleke ukuba kwenziwe ngabemi beli, ize icacise ngokupheleleyo indlela ame ngayo urhulumente weli lizwe. Lo mGaqo siseko ukhoyo usisikhokhelo sesihlanu kurhulumente wasemZantsi Afrika, nowathi waqhulunkqwa ePalamente eyonyulwa ngo-1994, unyulo lokuqala olubandakanya zonke iintlanga zeli lizwe. Lo mGaqo-siseko wabhengezwa nguMongameli uNelson Mandela ngomhla we-10 kuDisemba (kweyoMnga)ka-1996, waza waqala ukusebenza ngomhla wesi-4 kuFebhuwari (kweyoMdumba) ngo-1997. lo mGaqo-siseko wathi wathatha indawo yomGaqo-nkqubo wethutyana (interim Constitution) eyamiswa ngomnyaka ka-1993.

Amagama axhaphakileyo kumGaqo-siseko

  • Iflegi yasemZantsi Afrika
  • IRiphabliki
  • Umhobe wesizwe
  • IShedyuli
  • Iilwimi zoburhulumente
  • Abemi boMzantsi Afrika
  • URhulumente wesizwe
  • URhulumente wephondo

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Impembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020U-AristotleEswatiniEbusuku nightingaleIYunayithedi SteyitsiUmgca mananiI-AstrolabeMakhanda (Nxele)EZambiaUkuvana amandla kwamaqelaWolfgang Amadeus MozartInkunkuma yoLwahlulo loLingo lwePlatiIsiZuluLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuRobben IslandUmamaIzifundo zoguquloUmnombo weenkosiIfizikiI-diffusionIKhalifoniyaOstreliyaUluhlu lwabantuIsimangalo Sika-ThixoUbugcisaEyomsintsiIJiolojiAmanziCheryl CarolusIshumi elinantlanuIqakambaIndlela karhulumente 434 TranspolesanaZemk'iinkomo magwalandiniIPhondo yaseMntla-NtshonaFrederik de KlerkIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AUlwimi lwasiFrentshiAfrican National CongressIsiJamani🡆 More