I-Computer Hardware

I-Computer hardware okanye i-hardware ibhekisa kwizixhobo zekhompyutha ezibonakalayo nonokuziphatha ngezandla.

eminye imizekelo yezi zixhobo iquka;

  • i-processor
  • i-memory
  • i-motherboard
  • i-graphics card
  • i-network card
  • i-modem
  • i-USB flash drive
  • i-hard drive

I-hardware idinga i-software kuba yiyo exelela ihardware ukuba yenze ntoni na. ukuba ayinakubakho i-software, i-hardware ayinakusetyenziswa okanye ayinakusebenza. 

Tags:

Ikhompyutha

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-FungiNorthern IrelandUbuKumkani bamaBritaneIklabhu yeBhola yeHlabathi yaseMilanERomaMicrosoft WindowsMandisa MayaYindaba yakwantombiMinecraftI-uraniumIilwimi zaseMzantsi AfrikaMurciaIzinyoArdeaEzolimoIndaba yotyelo ayikholiBoliviaBaskin-RobbinsISerie A 2022-2023BolognaIsiziba siviwa ngodondoloUnyawo lwemfeneIndlovu ayisindws ngumboko wayoIzifo ezidaleka emoyeniFiumicinoI-CNNIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoGoogle Street ViewUkwendaIIndiaUmfundiIGoogolplexUkucacaI-Uranus (i-astronomy)Brazil national football teamIpolisa (igosa)Akukho nzwan'ingenasiphakoUlwandle olumnyamaSaulsvilleImbaliUbudodaISO 639-2Iphulo laseItali (1943-1945)LikhtensteyinKrakówMoscouAbaphulaphuliMntla-NtshonaBoksburgKhayelitshaAbujaSouth AmericaInyama emhlophe🡆 More