I-Cnn

Iindaba ezihamba ngobuxhakaxhaka bee-Cable zaapapashwa okokuqala emoyeni kumabonakude ngomhla woku-1 kwinyanga yesSilimela ngo-1980.  Iindaba zokuqala ezaapapashwa ngobuxhakaxhaka be-Cable zaphehlelelwa ngu-David Walker nomkakhe uLois Hart.

Kunyaka wayo wokuqala i-CNN iqeshe iingcali zopolitiko ezininzi, eziquka u-Rowland Evans noRobert Novak.ONgomhla woku-1 kweyomQungu ngo-1982 i-CNN yaaphehlelela umzila omtsha wokusasaza iindaba okwazalana nayo kodwa wonalo iqonga leengxoxo okanye iqonga lokuphawula libizwa ngokuba yi-CNN2. Iinkqubo zosasazo ezikumakomkhulu e-ziko leCNN eAtlanta, okanye, okanye kwi-Time Warner Center kwisixeko sase-New York, okanye kwi-studios e-Washington, D.C., nase-Los Angeles. I-CNN yeye-Time Warner, kunye nomzila weendaba zase-U.S.  ukwayinxalenye ye-nkqubo yosasazo yakwa-Turner.

I-CNN ibisoloko igxijwa rliZiko langasekunene eliphanda ngoSasazo ngokuthi i-CNN yenzelelela iphiko langasekhohlo. Ngokwela ziko, alikho kangako kwicala langasekhohlo xa kuthelekiswa nezahlulo nesahlulo seendaba zakwa ABC, NBC, kunye nakwa-CBS. Ibisoloko igxijwa ngamaArabhu ngokukhokhelisa ukwenzelelelela imelika. .

Amanye amaphepha azalana nala

  • U-Larry King
  • U-Michael Smerconish
  • U-Rowland Evans
  • U-Robert Novak
  • U-Ted Turner

Amanye amaphepha anokufundwa

Tags:

Washington, D.C.

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-SpeciationBresciaI-EquationIPhondo laseMpuma-KoloniAmanda BlackBawo osezulwiniEyethuphaImaliERomaIbhola ekhatywayoIsifundoIsiziba siviwa ngodondoloTshazimpuziSerie CXhosa musicI-solvationThe SimsIndlal' InamanyalaInzalaIndodaUbukoloniyali bamaGrike eNtshonaIimpawuIsiXhosaUkojiswaMexico2012 Campeonato Brasileiro Série DZemk'iinkomo magwalandiniUmguboENgilaniIsiNgesiYinyama yamakhwenkweŠibenikIhlathiIsityeba mva sinqol'intabaIsiyelelane seFoggiaAmapolisaNoroweIngcinezelo e Mzantsi AfrikaUkulingana ngokwesiniIChileIsifo sephephaIpopulationHepatitis AUmzali2024 Paulista Football Championship-Uthotho A4UmthethoIBayolojiMamelodiJuice It Up!I-BerlinCampeonato RondonienseLilishwa lomhluzi wamanqinaSolomom MotswairoUmkhomb'ubhembesilePaulínia FCUmlomo awunasizibaUkuba neentloniEZambiaIntlalo kwaXhosaUYesu KristuI-AccountingAugustus🡆 More