zameka/Inkcubeko Yesixhosa

AmaXhosa ngabantu abazingcayo kakhulu ngenkcubeko yabo.

zameka/Inkcubeko Yesixhosa
Abafazi bamaXhosa benxibe iimpahla zesiXhosa.

Uluntu lwesiXhosa

Oko uyakubona kwizinxibo zabo xa benamatheko athile, okanye umve umntu ezithutha ezichaza ukuba ungumni.

Ukuzazi

Ukuzazi ukuba ungumXhosa ngokulanda imvelaphi yakho yenza umntu ongumXhosa azazi. Molweni bantu abangamaXhosa abafunda oku. Ndenza isiqwengana sam ngawe!

Imvelaphi

AmaXhosa amaninzi sele ehlala ezidolophini ngenxa yemisebenzi kodwa ukuzazi ukuba ikhaya loobawomkhulu liphi loo nto ibangela uzive ukuba ngenene ungumXhosa.Kwaya abantu abaninzi banemizi emibini omnye ngulo wasekuphangeleni ze omnye ibe ngulo wasemaphandleni. Loo nto ibonakalisa ukuba amaXhosa ayihloniphile imvelaphi yawo

abangqininisi

Tags:

zameka/Inkcubeko Yesixhosa Uluntu lwesiXhosazameka/Inkcubeko Yesixhosa abangqininisizameka/Inkcubeko Yesixhosa

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IsiVendaI-eurI-AlaskhaElokufa alityeliCampeonato Brasileiro Série BIzihlomeloBRICSUmthetho wokuqalaINyuyokhuUlwimi lwesiLatiniI-cellIntlalo kwaXhosaIntsebenziswanoIAstronomiBangkokUkuthethaAline BarrosISpainUlwimi PortugueseUmqombothiInkaw'ixingetyeniIndod'imba kweny'emqoloPhiIklabhu yebhola ekhatywayo yamazwe ngamazwe iMilan 2023-2024Coreia do TwoaieIPhondo yaKwaZulu-NatalaKuTsoloIdolophuUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoDeda mhlangala endaweni yenyhwangiIzinto azimntakaNgqikaIqaqa aliziva kunukaIBotswanaRonald ReaganIsiXeko saseKapa (Masepala sa Metro)UDingiwe wadudelwa nguJambaseUkufana kwezintoInkobeB. R. AmbedkarISivumelwano saseVersaillesI-DecolonizationImikhwa yakwaNtuI-KarateThornhill NtabethembaIJografiI-MathematicsIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AUkuhamba kombaneIChileHong KongUkwazisa ngamazwe ngamazwe ase-Abkhazia kunye ne-South OssetiaEzolimoIGiugliano eCampaniaFrankfurtIilwimi zaseMzantsi AfrikaOpera (kumasipala)Sung Jae-giIsakhono sokufundaLuxemburgIindlela yokuphilaIRhiniITurkiyaU-Winnie Madikizela MandelaAjentina🡆 More