Uabram

UAbram (onguAbram) yindoda ekubhalwe ngayo kwincwadi yeGenesis nakwiQu'ran.

Apho, ke kuthiwa unguyi wamaJuda. Kungenxa yokokuba usisinyanya sawo. UAbram uyinxalenye yeenkolo yamaJuda, yamaKristu kunye namasilamsi. UAbram waziwa njengoyise wezi nkolo zintathu, nezibizwa ngokuba ziinkolo zikaAbram.

Uabram
Ukunikela ngoIsaac ngumzobo owazotywa nguRembrandt, ubonisa uAbram, phakathi kwezinye izinto esizibonayo.

UAbram nguyise kaIsaac awamfumana kwinkosikazi yakhe uSarah. Unaye noIshmael awamfumana kuHagar, owayesisicakazana sikaSarah, ukwanabo nabanye abantwana awabafumana kuKeturah, awathi wamenza inkosikazi yakhe emva kokusweleka kukaSarah. Unguyisekhulu kaJacob noEsau. UAbram kukholelwa ekubeni usisiswenya samaSirayeli, amaIshmayeli namaEdomites. Abram wayengunyana wesithathu kaTerah ekwangunyana ongumzukulwana kaNahor. Abakhuluwa bakaAbram yayinguNahor noHaran.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-organismIGAMA LOBUSUTHUUkucinezeleka kwamaninaInkululekoNgumtya nethungaAbkhaziaHeathfieldIChileFIFAIsibhakabhakaIgolideHong KongThongaUlwimi lwesiRomaniaIzintsoAmasiko nezithethe zakwaNtuCharlotte MaxekeIsityaloItyala lamaweleNelson Mandela UniversityI-metalIntlalo kwaXhosaIsisu esihambisayoI-UNESCOUmZantsi MelikaI-eurINyuyokhuEMzantsi AfrikaIntabaIklabhu yeBhola yeHlabathi yaseMilanIsifo sephephaAmampungeIthoyilethi yomngxumaAndorraYinyama yamakhwenkweRomaniyaIiholideUmlomo awunasizibaIsikoloUbuhlwempuOrphanI-Yunivesithi yasePitoliIsoviet UnionIsifundoImephuUbhodl'usambosaINabraskhaNelson MandelaImotoIndodaI-plastikiUmtshato wesintu/umendoUDingiwe wadudelwa nguJambaseIzimelabizoIFinlandGxikigxaSiyandaRobben IslandLotus RiverUConfuciusOxhel'eyakhe akabuzwaLinqweme lentuloUGautam BuddhaEyomqunguI-cellInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiISO 639-1IimpawuIsiNgesiMelikaPalermo🡆 More