Isohlwayo

Isohlwayo kuxa into kwenziwe into emntwini okanye kwisilwanyana abe loo mntu okanye eso silwanyana singayithandi loo nto eyenziwa kuye okanye kuso.

kusenokwenzeka okokuba bophule umgaqo. Zininzi iintlobo zokohlwaya, zingasuka kwisigwebo sentambo kulo lonke ulwaphulo mthetho olumasikisi, kuye kwizinto ezithi zenziwe ngabazali xa besohlwaya abantwana, ezinje ngokubabetha okanye bathathe izixhobo zabo zokudlala.

Ukohlwaya kungabonwa njengento elungileyo ekuhlaleni, kuba kunqanda kukwakhusela abantu ukuba bangakwazi ukwenza izinto ezigwenxa. Kusenokubonwa nje ngesenzo esikhohlakeleyo nesingeyomfuneko. kusenokubonwa njengesenzo esidala ubungozi ngakumbi kunokuba kulungise.

Tags:

Isilwanyana

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UmamaIKapaIzembeIsixhobo sokuhamba kombane -Isifo sephephaSalernitana Sports Union 1919IsifisoIJapaniKuhla ngamqala mnyeU-Tiyo Soga (1819-1871)IinweleTranskeiIndoda2010 FIFuRoni da FutbollNelson MandelaInto ayibethwa ngankanaI-IndiyanaIsisu esihambisayoAmafuIndlovu ayisindws ngumboko wayoIHanoveri (eJamani)Nelson Mandela UniversityUruguwayiUkubhed'idlabaAvellinoUkuqelelana kwabantuIsiNgesiUkwendaOxhel'eyakhe akabuzwaNonkalaGżiraIsiziba siviwa ngodoloEyomqunguInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiIPhondo laseMpuma-KoloniUmlomoUbhodl'usambosaSteve BikoISO 3166UmyingeMozambikhISpainUsompempe (ibhola ekhatywayo)Amathumbu esikhweneneUmculoUmtha wedoloIsibhukubhuku somzimbaIJamaniI-PhosphorusUEFACanosa di PugliaAmaqhalo amaXhosaAmazwe aseFransi aseMazantsi kunye ne-AntarcticAbaThembuMinecraftAbabhali besiXhosaIsiEsperantoIV. ABAKWAMGODELIUkucinezeleka kwamaninaEMontiI-OnchocerciasisIwikipediaIbhaluniIindabaIsifundoOstreliyaEMantla eMakedoniNgumsont'onyikinyikiAmasiko nezithethe zakwaNtuAnne BoleynNgumtya nethungaIsifo esosulelayoU-Winnie Madikizela Mandela🡆 More