Indlal' Inamanyala

Indlal’ Inamanyala ngosiba luka Mzwanele Lamati ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu.Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise abantwana babo.

Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi.Bazibona bephantsi koxinzelelo lokunyoba isikhulu esasiqesha. Le ncwadi ikhethwe liSebe lezeMfundo esisiSeko ukuba ifundwe kwiBanga le-12 kwaye izalisekise zonke iimfuneko zePolisi yeKharityhulamu noHlolo (CAPS) zoLwimi lwaseKhaya eziphathelele kwiimviwo zesiXhosa zeBanga le-12.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IdamiI-keyboardIklabhu yeBhola yeTorino''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''IrhasiMakhanda (Nxele)INyujeziUkuphinda-phindaIWashington''Ingwe idla ngamabala''IsiEsperantoKuhla ngamqala mnyeEntlangoIi-electronsUsompempe (ibhola ekhatywayo)I-MoleculeUkuthethaUmoyaNgumthi nexoloInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiIimpawuI-Habitat (indawo ekuphila kuyo izilwanyana nezityalo)IBotswanaIFlorida1 EyokwindlaAmaqhalo amaXhosaIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliIndlal' InamanyalaIyunivesithi yaseMzantsi AfrikaIntlalo kwaXhosaIJamaniBheljiyamIwikipediaMain PageIItalyAbaThembuUJohn Knox BhokweUmxubeUlwimi lwesiLatiniUxam wakholwa ngamantintintiŠiprageUkujikeleza kwegazi emzimbeniUConfuciusUlwalukoEkhonkrithiPolokwaneIsilwanyanaIsisele sombinzaUkuzenza akunje ngakwenziwaIiholideInqakuUmvundl'uzek'indlelaAkukho nzwan'ingenasiphakoIsitshixo sokulogaIkhemikhaliUKatIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)IncwadiUmhlahlo ngamehloBawo osezulwiniWarszawaKommetjieUmamaUDingiwe wadudelwa nguJambaseUmnombo weenkosi🡆 More