Indlal' Inamanyala

Indlal’ Inamanyala ngosiba luka Mzwanele Lamati ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu.Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise abantwana babo.

Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi.Bazibona bephantsi koxinzelelo lokunyoba isikhulu esasiqesha. Le ncwadi ikhethwe liSebe lezeMfundo esisiSeko ukuba ifundwe kwiBanga le-12 kwaye izalisekise zonke iimfuneko zePolisi yeKharityhulamu noHlolo (CAPS) zoLwimi lwaseKhaya eziphathelele kwiimviwo zesiXhosa zeBanga le-12.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Isakhono sokufundaI-femurIfilosofiUmtshato wesintu/umendoI-Habitat (indawo ekuphila kuyo izilwanyana nezityalo)AbkhaziaImiphungaIncokoIphulo laseItali (1943-1945)IRashiyaIsifo sephephaIsiko lolwalukoIYunivesithi yaseStellenboschI-asexual reproductionSidniUlwimi PortugueseIbhokwe efuywayoI-AlaskhaIsikhuni sibuya nomkhwezeliIngwe idla ngamabalaMbombelaIiholideNguMgungundlovuMoscouRobben IslandIsiziba siviwa ngodondoloRoodepoortI-carbonITanzaniaUkujikeleza kwegazi emzimbeniUxam wakholwa ngamantintintiIsiTsongaEyomsintsiImalariyaKuthini ukuphumelelaInyikimaItyala lamaweleUsompempe (ibhola ekhatywayo)Masizingce ngelwimi zethuEBloemfonteinUmoyaŠiprageAndorraGeorge W. BushUlwimi olusemthethweniIklabhu yeBhola yeTorinoImfazwe ka MlanjeniInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiBoliviaIthoyilethi yomngxumaI-EshiyaI-discourseUkuba neentloniI-MathematicsIsiXhosaUJacob ZumaINyumeksikhoItshesiIphepha ElingundoqoUbuzweI-keyboardMacauUmntu asint'izityand' igilaNouakchottIfolokhweUNtsikana1 EyokwindlaIsikoloOxhel'eyakhe akabuzwaIFinlandYegusha🡆 More