Indian Premier League

I-Indian Premier League (IPL) yiligi yamadoda eqeqeshelweyo yeqakamba, ebandakanya amaqela alishumi azinze kwizixeko ezilishumi zaseIndiya.

Le ligi yasekwa yiBoard of Control for Cricket in India (BCCI) ngo2007.

I-IPL yeyona ligi yeqakamba ekuyiyo abantu abaninzi ehlabathini kwaye ngo-2014 yabekwa kwindawo yesithandathu ngokomndilili wokuzimasa kuzo zonke iiligi zemidlalo. Ngo-2010, i-IPL yaba ngumsitho wokuqala wezemidlalo emhlabeni ukuba usasazwe ngqo kuYouTube.

Imithombo

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Vusi novaIItalyBolognaIMizuriEMontiMurciaIsakhonoIPhondo yaLimpopoAmathumbu esikhweneneLimpopoAmatheIzizwe ezimanyeneyoNgumsont'onyikinyikiUxam wakholwa ngamantintintiMoscouIseleUThixoMalala Yousafzai2020–21 serie AIphepha ElingundoqoEdirneOstreliyaEminemUmqombothiISO 639IMinasothaInyikima1986 Copa Libertadores FinalsISerie A 2022-2023IqhenqaInjaCook OutImpunduluI-HelsinkiEyenkangaUkhwekhwe lwexhwiliWilliam ShakespeareInyama emhlopheElsie's RiverIziphawuliYenkomoElokufa alityeliMahalapye (ilali)SABC 2I-SpeciationBig Boy RestaurantsIsitshixo sokulogaEppingRoodepoortIndod'imba kweny'emqoloITurinIziqithi zaseHawaii ezikuMntla-ntshonaIklabhu yeBhola yeHlabathi yaseMilanIwikipediaSampaio Corrêa Futebol ClubeUGqr. Ruth Segomotsi Mompati District MunicipalityI-abacusEmpoli Football Club🡆 More