I-Photosynthesis

I-Photosynthesis yinkqubo esetyenziswa zizityalo nazezinye izidalwa eziphilayo ukuguqula amandla okukhanya, okuhlala kuvela elangeni, abe ngamandla e-chemical ayakuthi akhutshwe kamva ukuze aye kutha amandla kwimisebenzi eyenziwa zezi zidalwa ziphilayo.

Laa mandla echemical agcinwa kwii-molecules ze-carbohydrate, ezifana neswekile, edidiyelwa ngecarbon dioxide nangamanzi – yiyo le nto kusetyenziswa igama elithi 'photosynthesis', elivela kwisiGrike φῶς, phōs, "ukukhanya", kunye σύνθεσις, nokudidiyela, "ukuxuba". Kumaxesha amaninzi, i-oxygen ichithelwa ngaphandle komzimba wento ephilayo njengokungcola. inkoliso yezityalo, inkoliso yee-algae, nee-cyanobacteria zenza i-photosynthesis; ezo zidalwa ke kuthiwa zii-photoautotrophs. I-Photosynthesis igcina i-atmospheric oxygen ikumgangatho ofanelekileyo ize inakekele zonke ii-organic compounds noninzi lwamandla afunekayo kubomi bezinto ezisemhlabeni.

I-Photosynthesis
Umzobo we-photosynthesis kwizityalo. Ii-carbohydrates ezivelisiweyo ziyagcinwa okanye zisetyenziswe zizityalo.
I-Photosynthesis
Uwonke umyinge wohlobo lwe-photosynthesis eyenzeka kwizityalo
I-Photosynthesis
umfanekiso opheleleyo obonisa ukusasazeka kwe-photosynthesis kulo lonke ilizwe, nakuzo zombini ulwandle i-phytoplankton nomhlaba kunye nohlaza lwawo.

Imithombo

Tags:

AmanziCarbon dioxideIsityalowiktionary:σύνθεσιςwiktionary:φῶς

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umthetho wokuqalaU-AristotleIsigweboI-EshiyaAubuso ngelosiInzululwaziUmlomoUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoAmanziE-ChicagoInto ayibethwa ngankanaMagema Magwaza FuzeIsikhululo seenqwelomoya saseAmsterdam SchipholIngxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu sesi-IIII-haploidUbufanasiniUcalucalulo lwamazikoInani eliluphawuRandburgLibodeSchotsche KloofUxam wakholwa ngamantintintiIngcaSelena GomezInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhaliPerugiaOliver TamboInkukhuUmphathi kasompempeIintsomiAline BarrosI-e-mailAfrikaanse Hoër SeunskoolKalk BayPeruKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaKrakówLikhtensteyinITopiyaInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiI-Italian Football FederationInkuku kunye nebhola intuthumboUsaphoUAbramIkhompyuthaBrooklyn, Cape TownUmculoIShayinaMozambikhImiphungaAmazaInyeIsiHolaniI-AyowaU-Tiyo Soga (1819-1871)InkobeIFinlandISerie B 2021-2022Abdourahamane TchianiUkudibanisa/UkongezaHong KongDeda mhlangala endaweni yenyhwangiIsityeba mva sinqol'intabaInkukhu isikwe umlomoUkutyaBritishUmngqushoImbali🡆 More