I-Oxidation State

I-Oxidation state ibhekisa kwinani lee-electrons elongezwe okanye esuswe kwi-element.

I-metal ye-Sodium, umzekelo, ine-oxidation state esingu 0 kwi-elemental state. Kodwa ithi yakukhupha i-valence yayo enye (ngaphandle) ye-electron (ebonakaliswa ngo-e-), iyajika ibe yi-sodium ion ene-oxidation state sika-+1. I-Iron ngomnye umzekelo. Ingaphuncukana nee-electrons ezimbini, itsho yenze i-oxidation state engu- +2; okanye ingaphuncukana nezi-3, kutsho kwenzeke i-oxidation state ka-+3.

I-Oxidation State
Ii-Plutonium ions kwii- oxidation states eziliqela  

Ukuba ii-elements zifumana ii-electrons,zibane oxidation states e-negative. I-chlorine ifumana i-electron, yenza i-ion enye. Ukuba i-sulfur ifumana ii-electrons ezimbini, yenza -2 ion.

I-oxidation state ibonisa inombolo yee-atoms zezinye ii-elements ezixhumene ne-atom.

Zonke ii-elements zine-oxidation state esingu-0.

  1. I-oxygen inenani-oxidation number engu-2 kwinkoliso yemidibaniso ngaphandle kwe-peroxides apho inenani le-oxidation engu-1.
  2. I-hydrogen has oxidation state engu +1 kwimidibaniso emininzi ngaphandle kwee-elements ze-electropositive: i-Na.
  3. Ii-metals ze-alkali earth zine- oxidation state engu+2
  4. Ii-ametals ze-lkali zine-oxidation state engu-+1

Tags:

Ii-electronsIkhemikhali

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IntlaloAmatheIbhola (Ibhola ekhatywayo)Ukuzalwa wedwa ngumlu wanyamaAbantuIsiPediUbudodaLifeAraxá Esporte ClubeInto ayibethwa ngankanaI-WikipediaIziduko zethuAmaXhosaSelena GomezEuropeUnxwemeUkubamb'isisila sehobeKuthini ukuphumelelaUHans Christian AndersenUmsintsiLuhlazaIsiSothoEzolimoIwikipediaAmaMpondo2014 Campeonato Brasileiro Série ABolognaUBrenda Nokuzola FassieMexicoBrooklyn, Cape TownIRashiyaInani eliluphawuSlovakiyaUxam waphusileKommetjieImali12 de Octubre Football ClubENetherlandsFlorenceIziphawuliBaskin-RobbinsAbabhali esiXhoseniInkukhu isikwe umlomoU-Helen ZilleI-QuotientI-subatomic particleUluhlu lwabantuEThekwiniGR-1IzembeIntaba-mliloUnyawo lwemfeneIntethoDeda mhlangala endaweni yenyhwangiHyakka Ryōran Samurai GirlsGalajiInjongo (ibhola)Ukulogga kwe-keystorke🡆 More