I-Arithmetic ligama elisetyenziswa xa kusetyenzwa ngamanani.
Ikwayinxalenye ye-mathematics. Iindlela ezine zokuqala zokusebenza kwe-arithmetic nazi: akukudibanisa okanye ukongeza, ukuthabatha okanye ukuphungula, ukuphinda-phinda inani lento ngenani, kwanokwa-hlula-hlula.
I-Harder arithmetic iquka ukusebenza ngamanani aphawulweyo, ii-fractions, kwakunye nee-decimals, kwanokuthatha ii- powers nee-roots.
Abantu abaninzi bafunda i-arithmetic kwisikolo samabanga aphantsi, kodwa abanye abantu abayifundi i-arithmetic abanye bayayilibala i-arithmetic abayifundayo. Imisebenzi ifuna ulwazi lwe-arithmetic, kwaye abaqeshi abaninzi bakhala ngelithi kunzima ukufumana abantu abayazi ngokwaneleyo i-arithmetic. Imisebenzi embalwa efuna i-arithmetic iquka ii-carpenters, ii-plumbers, ii-auto mechanics, ii-accountants, ii-architects, oogqirha, kunye namanesi. I-arithmetic ifuneka kuzo zonke iziphaluka ze-mathematics, i-science, nenjineli.
I-calculator isengasetyenziswa ukwenza i-arithmetic. Iikhompyutha isenokubala lula, nekusesinye sezizathu izamkeli ze-Global Positioning System zinekhompyutha encinane ngaphakathi kuzo.
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article I-arithmetic, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.