Yemathematika I-Fraction

I-fraction (ligama elisuka kwisiLatini: fractus, ukuqhekeka) imele into epheleleyo okanye, ngokupheleleyo singathi naliphi na inani lamacala alinganayo kkuloo nto kuthethwa ngayo.

  Ngokwentetho yesiNgesi yemihla ngemihla, i-fraction ichaza okokuba mangaphi na amalungu obungakanani obuthile.  umzekelo, isiqinga okanye ihafu enye, isibhozo sesihlani, iikota ezintathu. I-common, i-vulgar, okanye i-simple fraction (imizekelo: \i-frac{1}{2} kunye ne17/3) inee-integer i-numerator, zichophe ngaphezu (okanye phambi komgca oxwesileyo), ukanti ke yona i-non-zero integer yidenominator, yona ibonakala ngaphantsi (okanye emva) komgca. Ii-Numerators kunye nee-denominators nazo ziyasetyenziswa kwii-fractions ezingekho-common, kuquka iifractions ezicompound, ezicomplex, nee-mixed numerals.

Yemathematika I-Fraction
Ikeyiki ekucuntsulwe ikota enye kuyo (ikota yesine isusiwe). Ezintathu kwezine zishiyekile zona nazi ziyabonakala.  Kukwakho laa machaphaza axananazileyo, wona abonakalisa apho imelwe kukusikwa khona le keyiki ukuze ibengamasuntswana alinganayo.  Ubune bekeyiki nganye buboniswe nge-fraction u-1/4.  

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Imfazwe ka MlanjeniI-cellUlwimi olusemthethweniAbantuIbala lemidlalo lasePino ZaccheriaIsifisoYindaba yakwantombiEyomngaIsoviet UnionLibodeIChileIsikhonkwane2024 Paulista Football Championship-Uthotho A4Grêmio Desportivo São-CarlenseAbujaEbusuku nightingaleIHanoveri (eJamani)I-CryoclastismEzolimoIntsholongwane i-ZikaITurkiyaIsiMpondoBristol BritanniaGiorgio MoroderKingman ReefIintsomiIziqithi zaseHawaii ezikuMntla-ntshonaMexicoBoksburgIsifo sephephaCoRoT 101208801ImithiIJapaniISO 639-5I-EshiyaI-DecolonizationCuritibaU-Helen Zille9I-BerlinIfonetikiI-geneI-eurUmqombothiIgadiEyesilimelaIqela leLiverpoolBig Boy RestaurantsIbala lezemidlalo laseDomenico MonterisiUmtshato wesintu/umendoMantuaISwitzerlandInyeGrottaferrataUlwimi lwasiFrentshiNgumtya nethungaI-sign (yakwamathematika)Alexander MakedonCampeonato FluminenseUkulingana ngokwesini🡆 More