Ilizwekazi

Ilizwekazi yindawo enkulu yomhlaba edibeneyo apha emhlabeni.

kuyavunyelwana okokuba asixhenxe amazwekazi: yi-Africa, yi-Antarctica, yi-Asia, yiYurophu, yiNorth America, yi-Australasia okanye i-Oceania, kunye neSouth America.

Ilizwekazi
Imephu ebonisa amazwekazi:
    North America
    South America
    Antarctica
    Africa
    Europe
    Asia
    Oceania


Ilizwekazi yindawo enkulu yomhlaba apha emhlabeni eqokoleleneyo yaba yinto enye. ngokwesithethe kwavunyelwana okokuba asixhenxe amazwekazi: yi-Africa, yi-Antarctica, yi-Asia, yiYurohu, Ngumntla Melika, yi-Australasia okanye yi-Oceania, and South America.

Ezinye iinguqulelo

i-Australia

Babakho abathi iAustralia yenye yamazwekazi asixhenxe. abanye bathi iAustralia yinxalenye ye-Oceania. i-Oceania yingingqi ebandakanya ii-Australia, iNew Zealand kunye nePacific Islands. Eyesithathu indlela indlela ligama elithi Australasia, lona liquka onke amazwe ubuncinane kwilizwekazi eAustralian. Oku kuquka isiqithi sase saseNew Guinea, eTasmania, eNew Zealand kunye neqela leziqithana. Lingakwicala langasemntla-mpuma weWallace Line, linomahluko omkhulu kunobo baseAsia.

    "Iquka zonke iziqithi zeMalay Archipelago... kunye namaqela ngamaqela eziqithi kwiPacific. eli gama belisoloko lisetyenziswa kwiintsingiselo ezahlukeneyo".

UmNtla nomZantsi Melika

Umntla Melika kunye nomZantsi Melika ngamazwekazi asoloko echazwa ngelithi ngama "NgamaAmerika". Oku kunika ithuba lokubandakanya imelika esembindini kunye neziqithi zeCaribbean. Ngaphaya koko iMelika ekumbindi Melika ibalwa nje ngelinye ilizwekazi laseMntla Melika.

Imithombo

Tags:

Ilizwekazi Ezinye iinguquleloIlizwekazi ImithomboIlizwekaziEuropeSouth AmericaUmhlaba

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UntunjanaIfonetikiIJerusalemIJojiyaIsifisoInaniNgumthi nexoloIYurophuPolokwaneU-Dmitry MendeleyevEyomqunguZemk'iinkomo magwalandini''Ingwe idla ngamabala''UbugcisaI-eurUsaphoUbuhloboUkubhed'idlabaUmqeqeshi wezemidlaloLuxemburgIPhondo laseMpuma-KoloniUngcoliseko lomoyaItshesiUxam wakholwa ngamantintintiUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaFlorenceSidniKuxhelw' eXhukwanaIndlebeUlwalukoInyikimaApple IIIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AITeknolojiVietnamI-organismIziDuko zomzi wakwaXhosaIzihlomeloAmathumbu esikhweneneIngqondoUbuhlwempuUmlomo awunasizibaFrankfurtIindlela yokuphilaUDingiwe wadudelwa nguJambaseIsiNgesiIKapaUnyawo alunampumloUbunto bentoImoto/Inqwelo amfuthaFIFAUKatIqhenqaI-UEFA Champions LeagueImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020IsibhakabhakaIncwadiCanzibeAugustusIPhondo yaseMntla-NtshonaUKwindlaIndlal' InamanyalaIntabaUmlinganiseloEyomngaLifeMacauUkutya kwamaMpondoITanzaniaIhlathiEkhonkrithiVusi nova🡆 More