Idami

Idami ludonga olukhulu okanye umqobo onqanda okanye onqamla ukuhamba kwamanzi, kutsho kwenzeke ireservoir okanye ilake.

Amadami amaninzi anesiqendu ekuthiwa yispillway or weir over which, or through which, water flows, either sometimes or always. Amadami anomsebenzi onjongo yawo yokuqala ikukugcina amanzi. Elona dami lide emhlabeni lingama-300 eemitha ukuphakama lidama iNurek eTajikistan.

Imbali

Inxalenye yamadami yakhiwa eMesopotamia ukuya kwiminyaka engama-7,000 eyadlulayo. Amadama anamhlanje akhiwe ngeendonga zebhlorho yentsimbi exutywe nokhuni olomeleleyo. Udonga lwebhlorho oluneziginqki lomelele kakhulu lulo olunceda okokuba udonga lukwazi ukumelana nobunzima bamanzi.

Izizathu zokwakha amadama

Zininzi izizathu ezenza okokuba abantu bakhe amadami. Amanye amazwe akha amadami ukunqanda ukuhamba kwamanzi angehli akhukhuliseke ehle ngomsinga mlambo, nokunqanda izikhukhula. Amanye amazwe akha amadami ngeenjongo zokwenza umbane zisebenzisa iinjini zejeneratha yehydroelectric turbine, Amanye amazwe asebenzisa amadama ukugcina amanzi azakusetyenziselwa ukunkcenkceshela (okanye ukufuya).

Imithombo

Dams

Tags:

AmanziUdonga

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IBhayi18ImfundoInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiUlwimi lwesiRomaniaInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhaliAmasiko nezithethe zakwaNtuIzihlomeloElsie's RiverInjaIMizuriIindlela zeNkcubeko zeBhunga laseYurophuIBulgariyaUcalucalulo oluxhomekeke kumbalaI-uraniumInkukhu isikwe umlomoIsiHolaniIstovuIziphawuliGiorgio MoroderIsisu esihambisayoI-Yunivesithi yasePitoliEzolimoIlizwekaziTrentoIsibindiERio Branco, uMato GrossoInyama emhlopheUnolaliKempton Park, GautengE-ChicagoIsoviet UnionI-ErizonaIsakhonoVosloorusUmdiliyaBawo osezulwiniI-CryoclastismIilwandleIqela leLiverpoolGini eNtsha yasePapuwaVanderbijlparkIncokoSlatina, RomaniaIzembeBrasilUlwimi olusemthethweniNgumsont'onyikinyikiUmamaIsifo sentsholongwane i-Ebola33838 BrandabakerAmaqhalo amaXhosaENgilaniEMatabelandAbaphulaphuliELuSuthuAmersfoort, MpumalangaCoffee Beanery🡆 More