Iphepha Elingundoqo

Wamkelekile kwaWiki,

umqulu wolwazi lwasimahla.
Sele sinezihloko zamaphepha ezingama-1 239 ngoku esiXhoseni.
Flag of South Africa.svg

Masingen' enkomeni, singaphozisi maseko. Ubuchule bokwenza iWikipedia ekhonza uluntu kwihlabathi jikelele iyasikhuthaza ukuba sizame ukuphuhlisa ulwimi lwesiXhosa. Uluntu oluthetha isiXhosa luthe saa kwihlabathi liphela nangona uninzi lwethu luqukene eMzantsi-Afrika. Siyanimema nonke, mawethu, thathani inxaxheba ekwakheni isiXhosa kwelinxiwa siliphiwa kulo mqulu iWikipedia. Ukwenza njalo kuyakukhuthaza uluntu kwihlabathi jikelele ukuba lufunde ulwimi lwesiXhosa, nto leyo eyakukhuthaza udlelwano nezizwe ngezizwe rhwelele.

Abanye oo-Wiki
Meta-Wiki - Wiktionary - Wikiquote - Wikibooks - WikiSource



Oo-Wikipedia bezinye iilwimi zasemZantsi Afrika
IsiBhulu ·IsiNgesi ·IsiPedi ·IsiSotho ·IsiSwati ·IsiTsonga ·IsiTswana ·IsiVenda ·IsiZulu
Abanye oo-Wikipedia bezinye iilwimi zasemZantsi Afrika ezingekho kwezi zisetyenziswa kakhulu
Afar ·Akan ·አማርኛ ·Bamanankan ·Chi-Chewa ·Ɛʋɛ ·Fulfude ·Luganda ·هَوُسَ ·Otsiherero ·Ìgbo ·Kanuri ·Kongo ·Kuanyama ·Gĩkũyũ ·Malagasy ·Malti ·Lingala ·Kinyarwanda ·Oromoo ·Kirundi ·Sängö ·chiShona ·Soomaaliga ·Kiswahili ·ትግርኛ ·chiTumbuka ·Twi ·Oshiwambo ·Wolof ·Yorùbá ·List all
(Xa ufuna ukujonga ezinye iilwimi zeWikipedia, jonga kuludwe olusecaleniedias)


Language

🔥 Top trends keywords isiXhosa Wiki:

Iphepha ElingundoqoSpecial:SearchAmaqhalo amaXhosaNelson MandelaAmasiko nezithethe zakwaNtuUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoIintsomiSamuel Edward Krune MqhayiItyala lamaweleIsiko lolwalukoUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoIsifo se-Coronavirus 2019ImbelekoKuthini ukuphumelelaIsiXhosaInyanga zonyakaImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaUbuhloboUJacob ZumaGcina MhlopheUNtsikanaU-Winnie Madikizela MandelaWiki:Community PortalSpecial:MyTalkIsiziba siviwa ngodondoloIsikhuni sibuya nomkhwezeliMakhanda (Nxele)Category:Amaqhalo amaXhosaUkucinezeleka kwamaninaInto ayibethwa ngankanaBawo osezulwiniOliver TamboUMzantsi AfrikaSteve BikoIimpawuUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomsoKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaIntlalo kwaXhosaImbilaUmtshato wesintu/umendoWiki:General disclaimerAmanziAbabhali besiXhosaU-Gqoba, William WellingtonAkukho nkang'idubul'ingethiIziduko zethuIxhama litolwe ngabaThwaUkwendaUmtha wedoloITeknolojiCategory:IpolitikiIndlalaAmaXhosaIndlovu ayisindws ngumboko wayoIndodaMasizingce ngelwimi zethuImfundoUmlomo awunasizibaAmaMpondoInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhali"''Ingwe idla ngamabala''"File:VisualEditor single edit tab in preferences 2015-12-18.pngIzimelabizoAbantuYakun'imvula kuhlokoma nendlelaAlbertina SisuluUkutyaIndlal' InamanyalaOrphanThabo MbekiIsiNgesiU-Thuli MadonselaUDingiwe wadudelwa nguJambaseIgrammaUmdlaloIqaqa aliziva kunukaUkhwekhwe lwexhwiliIsibizoUser:Zameka/INkcubeko yesiXhosa🡆 More