Inyoka

Iinyoka zizilwanyana ezirhubuluzayo.

ziyinxalenye yeyosapho lweSquamata. Azinamilenze, azinalizwi, azinandlebe, zingenaso nesikhumba sokuvala amehlo. Nangona kunjalo, iinyoka zizilwanyana ezinempumelelo enkulu phakathi kwezilwanyana ezitya ezinye, zineentsapho ezingama-20, nezinye ezingama500 kunye nama-and 3,400 eentlobo ntlobo zeenyoka.

Inyoka

Zinemizimba emide nebhityileyo, kwaye, zingenamilenze zinjalo, zinendlela yazo ezihamba ngayo kunjalo nje zihamba kakhulu. Uninzi lwazo luhlala kwitropics. Zimbalwa kakhulu iinyoka ezihlala ngaphaya kweTropic of Cancer okanye iTropic of Capricorn, lunye kuphela uhlobo, yiviper eqhelekileyo i(Vipera berus) ehlala ngaphaya kweArctic Circle. Isikhuma sayo sogqunywe ngoqweqwe. Zibona akuhle, kunjalo nje ziyakwazi ukuva ivumba ngolwimi lwazo ngokuthi ziman'ukulikhuphela ngaphandle ziphinde zilungenise ngaphakathi. Azidibani ke nokungcangcazela komhlaba.

Nangona zingenalizwi, ziyaswesweza. Inkoliso yazo zihlala emhlabeni, ezinye zihlala emanzini, ezimbalwa zihlala ngaphantsi komhlaba. Njengazo zonke izilwanyana ezirhubuluzayo, iinyoka zifuna ubushushu belanga ukuze zikwazi ukulawula ubushushu bemizimba yazo. Yiyi le nto iinyoka ezininzi zihlala kubushushu obunomoya ofumileyo bakwingingqi yetropical kwihlabathi.

Ukukhangela

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Isityeba mva sinqol'intabaIncokoUmtha wedoloAbujaIsonka sesonkaAraxá Esporte ClubeNyu ZilendGuidonia MontecelioIintsomiIngcaUlwimi olusemthethweniCremonese - Empoli 1-0UkukhululekaUkutyaIbhola ekhatywayoI-RepublicPeruLikhtensteyinIgolideUxam waphusileIsiganeko saseKerch StraitIndaba yotyelo ayikholiDavidson Don Tengo JabavuLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuInjongo (ibhola)Campeonato Paulista 1913Ingxaki yemaliAmazwi alula omculo wefowuniUlwimiBheljiyamHyakka Ryōran Samurai GirlsIqaqa aliziva kunuka2024 Campeonato Amapaense - Série BUmsintsiUbuhlwempuULeonardo da VinciIntethoIsiko lolwalukoUmxubeBusi MhlongoI-AyowaUntsikaneMelikaUMary MorrisseyI-femurAmaphondo asemZantsi Afrika needolophu zawoYenkomoAppleCharlotte MaxekeUluhlu lwamagama eedolophu zaseMzantsi AfricaUmthath'uzal'umlothaAfrikaanse Hoër SeunskoolAmampungeUmthetho wokuqalaIRashiyaAbabhali besiXhosaUmZantsi MelikaGrinlendUmlenzeGxikigxaSiyanda🡆 More