I-Mathematics

I-Mathematics sisifundo sokufunda ngamananiekubalwa ngawo, ngee''ndlela ezimile ngayo izinto'' nangee''patterns'' zezinto ekuthethwa ngazo ngelo xesha.

Yintoni i-Mathematics?

Kumazwe afana neNgilane, i-Australia, New Zealand naseFrance liyashunqulelwa eli gama leMathematics kuthiwa yiMaths. Kanti eMelika, eCanada naseGermany kuthiwa yiMath. Xa uy''i-Mathematician'' ke kufuneka wazi okokuba uzakufunda ngezi zinto sele zichaziwe apha ngasentla.

Ibaluleke ngantoni i-Mathematics?

I-Mathematics ibaluleke kakhulu kuba zisonjululwa ngayo iingxaki zasekuhlaleni ezisoloko zikho imihla-ngemihla. Baninzi abantu abangezo-Mathematicians abayisebenzisayo i-Mathematics kunjalo nje abaninzi bafunda ngayo. Khawufane ucinge xa ungugqirha ube ungazange wayifunda i-Mathematics, uzakuyibalela njani imixube yamayeza abantu abagulayo. Masithi mhlawumbi ungusomanxiwa, uzakuwazi njani umlinganiselo wamanxiwa. Zininzi izinto apha ebomini ezingenakwenzeka ngendlela efanelekileyo ngaphandle kweMathematics.

Zizisombulula njani iingxaki zemihla-ngemihla eziMathematicians?

Ezi Mathematicians ke zisebenzisa i-''logic'' xa zisombulula iingxaki.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

InkobeIsisele sombinzaUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUEsawuIKhalifoniyaUkutyaYindaba yakwantombiI-AutismIziphawuliImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020IgolideAmaqhalo amaXhosaImbelekoDu NoonINyumeksikhoIiAlpsERomaUmfaziI-ChicagoAtomUbuhlwempuIndlovu ayisindws ngumboko wayoIYunayithedi SteyitsiIBrazzavilleI-AlaskhaINyujeziApple IINouakchottAmazwi alula omculo wefowuniIChileIsiColombiaIPhondo yaseMntla-NtshonaSerie AI-metalIsakhonoUxam waphusileSwitseriiIndlal' InamanyalaEsikaPhaphaIncwadiI-NeurologyIsichazi-magama sesiTaliyaneSamuel Edward Krune MqhayiUmNtla MelikaIsisu esihambisayoIMontanaHong KongENetherlandsIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliAkukho nzwan'ingenasiphakoUlwimi olusemthethweniI-MoleculeLinqweme lentuloUNtsikanaUthandoImvulaEGenevaIsitshixo sokulogaUbunto bentoNgumtya nethungaLifeUmkhomb'ubhembesileI-AfrikaUsompempe (ibhola ekhatywayo)IFinlandSidniYegushaUlwimi lwezandla lwase Mzantsi AfrikaBloubergstrand🡆 More